Morning sisi, dear ndicela undifake ebahlalini ngalengxaki yam, - TopicsExpress



          

Morning sisi, dear ndicela undifake ebahlalini ngalengxaki yam, hide my Id njenguba usenza nakwabanye ke vha,...dear ingxaki yam indana but I will make it short(Ndozama)..be2nana ndixakiwe, my love life is a mess. Ndinomntana osele ekhulile noko(ndimkhulise ndodwa ke as a single parent, but andifunuxoka umama wam undicedisile ngamaxesha onke) but utata wakhe yhooo, hayi sana kunzima, sade sohlukana noTata wakhe, salwa ngo 2012 december, then ndaqubeka nobomi, ndafumana omnye umntu, but nalomntu bendimfumene hayi shame ebengenanyani, nangoku sikwi edge yoba singohlukana nanini na...so ndidibene nomnyumfana ke 2months back, hayi shame umntana wa bantu uthi uyandithatha and he respects me, qha ingxaki yakhe ke yena ufunutakela mna oko(come to my place, not ba mna ndiye kuye)Kodwa akakezi ke be2na nindive kakuhle...uthi woyika ukuba kubekho I fight between mna ne current gf yakhe, but uzozama ukohlukana nayo...so that ndibengowakhe ndodwa....on the other side, utata womntana is back in our life(my daughter and I)...ude athi next year uzozohlala nathi for good, uthi he wants to make things right, he wants to be with his family now...so bahlali khanicebise, ndithini...ndikhethe ukuquba nomphi? Utata womntana or this new guy, esene cherry yayo pho...?...Ndixakwe nyani shame...Please admin, undixelele xa seluyifakile.... #MANDE
Posted on: Sun, 27 Jul 2014 15:00:48 +0000

Trending Topics



Recently Viewed Topics




© 2015