"Mrs Dumiso" I answered after my phone had rang a few times. She - TopicsExpress



          

"Mrs Dumiso" I answered after my phone had rang a few times. She said, "Zimkhitha molo mtanam. Unjani?" Me, "Ndiphilile enkosi mama wena?" She answered, "Ndiryt naam mtanam akhonto uThixo usasigcinile. Ngaphandle nje kwalento kaZuko. Yhuu andimazi lomntwana utheni kulendlu. Undixelela ba yena uyi ladies man and ngegyma ngelaxesha simlibazisa ngenkonzo. Wawuvephi? Ndimxelele ke ukuba umntu ongayifuniyo imithetho yalapha endlini makatsibe umgubasi." I laughed, ndimthembile owam umama ngokugxotha endlini yakhe I could never understand my mom, she is a nurse kodwa aka understandi tu apha endlini kodwa emsebenzini ushumayela ngepuberty. I said, "Hay maarn mama kalok uZuko ufikelelwa sistage sokuphapha uyakhula. Akhonto ibitheni uzakuphinda alunge." She said, "Hay wethu andinaxesha lalonto. Xa ezibona uyindoda endala makayozimela owakhe umzi. Nontombi bendifuna ukuxelela nje ukuba umama wakho simfumene. Sithethile naye uvuyile kakhulu wokuva from us. Unomdla wokukubona eve ngawe. Yhu ba ubumvile indlela ebesibuza ngayo ngawe ba uphi wenza ntoni nabani. Impilo kuye ayintlanga Zimkhitha kwaye unqwenela ukubona. Ndithe ke ndothetha nawe ngomgqibelo mna notata wakho sidibane nawe noBonginkosi eMonti sibhekise ngase Mdantsane kengoku. Zimkhitha andithi yonke into izovele ilunge. Ndicela ukhe umphe nje ithuba umve ukuba uzakuthini kuwe. Ngumama wakho lowa. Emva kokuba umbonile uyakuzidecidela ngokwakho ba ithini into. Ndincede MaDlamini yenzele mna lento kubekanye. Andinokuze ndizixolele ba uThixo unothatha omnye phakathi kwenu ningazange nidibane." And then she blackmails me like that. Andithi ngekutheni. Umbuzo wam umnye kwakunzima ne phone call on my birthday every year? Just to ask how I was. I felt bad though. It was as though my mother blamed herself ba ukuba ebengazange andithande I would have known my real mother. So I agreed, "Okay mama. I will do it. Just once ke qha. Andifuni ubayitshomi yalamntu nithi ngumama wam. I am doing this for you." She said, "Enkosi sana lwam. Sakubonana ngomgqibelo."
Posted on: Tue, 27 Aug 2013 08:49:33 +0000

Trending Topics



Recently Viewed Topics




© 2015