Ndiyacaphuka yazi andimfuni umntu ovele angene okwephela lingena - TopicsExpress



          

Ndiyacaphuka yazi andimfuni umntu ovele angene okwephela lingena emasini kuwhatsapp wam le ndidibane nam sekukho umntu othi undazela ku fb exoka andiyifuni lonto so ndacela bantu o mntu sufuna ndibe krwada plz awundazi nam andikwazi sufuna ke undazi kakubi suphinda undiqhele kakubi sufuna kuthi uyandazi ungandazi nxaaaaa**caphuka** wes ndise mood(ini) eryt kanjani mna ndicount iidaez zam zokonwaba wena yandiphazamisa
Posted on: Tue, 25 Jun 2013 09:09:00 +0000

Trending Topics



Recently Viewed Topics




© 2015