Ngapha nangapha/apha naphaya/bayaz iflag likhaya lenkakha/baba - TopicsExpress



          

Ngapha nangapha/apha naphaya/bayaz iflag likhaya lenkakha/baba inumber siyaycwaba/nifana nombixane nina niyasaba/kwimic siyaniqhauula/sith ingqawa bontanga nizosxhawula/banepunch ezheavy abafafa/xa ndibarhough/abagaleli bayathyafa/abanamava/bayadlala abanafanz banempava/we da best akekho ongaziyo/we came first singamatsha ntliziyo/bathi ndiliyilo/xa ndbth untyilontyilo/bafun undgay ikey kant unelocks na lomculo/mqandos on spits ndphum iphulo/ ndgudluzomreppa bamandulo/bamumin akekho osalayo/bayaspeader jonga kodwa jonga akekho osdlulayo/abanaflow bafun amanzi kum izulu malinga sani/banepunch ndbaqonda ngekick m lyk doctor malinga son jc felt lyk posting these bars jc to heal my self kokbaseka kungaka sibaselwa ziwhack kets#salute to all thm 4810 loyal kets#
Posted on: Fri, 19 Sep 2014 19:45:57 +0000

Trending Topics



Recently Viewed Topics




© 2015