Scene 17 I dont know how I got to the hospital but ndivuke - TopicsExpress



          

Scene 17 I dont know how I got to the hospital but ndivuke khona ekseni, uXolani endbamb isandla. Xolani: Yoliswa. I looked at him, his arm had a bandage. Meh: Yintoni? Xolani: Bangdubulile engalweni kanye, ngeskhathi ngsiza wena. I looked away and it all came rushing in my mind, tears ran down my cheeks. Meh: Umntanami, u-right?! Xolani: Yoliswa, ngcela udle kqala. Meh: Nditye ntoni?! Xolani, khawphendul umbuzo! Xolani: Yoliswa... Meh: Sukundbiza wethu, ndiphendule! He looked away, I tried to get up but every bone was painful, I groaned. Xolani: Uyabona-ke?! Ngcela wehlise umoya kancane. Meh: Xolani! Ndicel uphendul umbuzo! He looked away then shook his head. Xolani: Ushayeke kakhul... I screamed before he even said it then I pulled my hand away from him. Meh: Njani Xolani?! Xolani: Yoliswa ngyakcela bandla. Meh: I was j... I was just getting used to the idea, bendimlindele mna lo mntana! Ngoku akasekho?! Xolani, akasekho nyani? At that last sentence, I lowered my voice, bendfuna andxelele ukba aksonyani leyo, umtwanami uyaphila kodwa hhayi, wajonga phantsi ubhuti. I sniffed then shook my head. Ndcel ukba ndodwa! Xolani: Yoliswa... Meh: Hhe maan! Phuma! Awndiva ukba ndithini kuwe?! Phuma! Xolani: Okay... Its fine, ngyahamba. He got up and left. I felt like tearing the curtains apart, into nje my body hurt so much! Inoba ndiwe kabhlungu nyani. Ndizamxelela njani ngoku uNtsika?! Tjoo, uzawphamban inhloko. I cried until my head ached, it all didnt seem fair. Time went by, I couldnt even sleep. I was just starring at the walls, when the door handle went down, I closed my eyes! Andfun uthetha namntu ngoku. It was Ntsika, I could tell by the smell of his cologne! Andzokwavul amehlo ami ngoba andazi ukba ndzamxelela njani ukba umntana akasekho. Ntsika: Yoliswa, ndicel uxolo! Liphutha lam lonke eli, ndizabafumana labantu and ndyakthembise, soze bakfumane ukphumla ebomini! Nd... His phone rang so he answered. Nqubeko mfethu... Andazi maan, la Xolani undxelel ukba umntana akasekho... Hhe Nqubeko, yiyona nto ocinga ngayo leyo umtakokwenu esehhosi? ... Hhay maan mfethu, mna ndyamthand uYoliswa, shiya ezoo-way endbhanxa nazo! Abafani tu noYoliswa... Hhe kwedini, sundshout-a kalok... Uhm, ndicing ukba ngooMbuso. Uyakhumbula ngeSaturday after following uYoliswa, ndanxila then ndathetha ngoYoliswa, telling them ukba umithi ndade ndabavezela nesthombe sakhe... Ewe, anditsho bandxelel ukba theyll attack my weakest point... Nqubeko, mamela joe! Come back here, sibonise eziintwana ukba singobani thina! Uyeke ukundbalisela ngokba mna kwakngamelanga ndidyole noYoliswa, wara wara! Yeva?! Sharp! He hung up then went out. Thixo! Andiykholelwa-ke le! Ndiphanse ndafa ngenxa kaNtsika?! :-/ What is wrong with Ntsika?! Ingathi akacingi nje nakancinci! Angathetha ngam njani kbantu?! Ade ababonise ne-photo yami kwakhona?! Hhayi, ndincamile mna kwaye andsafune gintsa nje ebomini bam! Ktheni engathi ndingene ngenhloko nje eThekwini?! I opened my eyes and wiped away my tears. Xa ndphum apha, mna noNtsika siyohlukana! Andfune nto ezonddibanisa naye, I will deal with the loss my baby alone! Xolani got in, andazi nokba ndikwesiph isbhedlela! Meh: Xolani, ndicel into yoksela. He poured water for meh and helped meh to drink it. Xolani, ndicel uxolo! U-right phofu? Xolani: Yebo, ngright mina. Ngkhathazeke ngawe nje kphela, ingalo yami i-right. Meh: Uh, it hurts everywhere. Ngoku, emsebenzini? Xolani: I told them, they gave meh this week off, wena two weeks. I smiled and looked at him. Meh: Youve been nothing but nice to meh, ndyabulela Xolani. Youre a true friend. He looked down, as he was about to talk, Dumi got in with huge flowers. Dumi: Aw Nkosi yami, ngzwile. Alwehlanga lungehlanga. Xolani: Dumsani awkahle! Dumi: Yini manje? I laughed weakly and looked at Dumi. Meh: Ndyabulela bhuti, zinhle ii-flowers zakho. Dumi: Ewe? Good, cause ngyoynika intombi yami, ngyaphuthuma nje ungbona. Meh: Oh. He laughed and looked at meh with a straight face, then he laughed again, I couldnt help but laugh too. Dumi: Mmh, classic! Ubusungzonda ngyabona. Hhay awakho sisi. Meh: Soze ndakzondela uthanda intombi yakho wethu! Ndyabulela kodwa. Dumi: Oh well, ngikbonile, umuhle, u-right! Mina nawe ssangayenza nje eyethu ingane. Xolani: Hamba manje! Dumi: Ngyadlala hawu! Sengyahamba vele, bye sisi. Meh: Bye. He left and Xolani shook his head. Meh: Hes funny. Xolani: And stupid. Meh: Hhay Xolani. Xolani: Aw Nkosi yami, ngzwile! We laughed and I hit him on the stomach weakly. Yini nje leyo ngempela? Nx, character! Meh: Haha, ai uDumi! :) At least hes here to keep meh smiling.
Posted on: Fri, 04 Jul 2014 10:08:23 +0000

Trending Topics



Recently Viewed Topics




© 2015