Someone: ola Mxozza mr Cool ME: cheeesa :-) Someone: uGrand - TopicsExpress



          

Someone: ola Mxozza mr Cool ME: cheeesa :-) Someone: uGrand Ntwana yam estrongo ME: Kuhle Bhuti kuwe. Someone: Kuhle , I advice you To unfriend 1500 of people on your facebook account. ME: for ntoni bhuti Someone: because abantu bane account ezininji abanye basweleka kudala, abanye bagcwalise ufacebook wakho njeee so phungula. ME: Ngumbonombi kakhulu lowo Ta I (Rude). Someone: Heeey Gcina thina bathethayo Like&Comment on your facebook Mxo. ME: ok thanks Ta ill unfriend abangasekhoyo nabane Account eziyi3 :-( Someone: ewe enzangoku because your account ayondawo fela Amathole uxelele uJOEJO&SK to do da same. ME: Lol Heeey Madoda :-) ok Ta nzakwenza njalo. Someone: Please :-D
Posted on: Wed, 05 Nov 2014 09:18:23 +0000

Trending Topics



Recently Viewed Topics




© 2015