THROW BACK 2014... 1•Kwenye ilali ngalo mzuzu kukho ijoyini - TopicsExpress



          

THROW BACK 2014... 1•Kwenye ilali ngalo mzuzu kukho ijoyini elisathe phuhlw amehlo, lilinde abantu abarhola nge 15, ukuze liboleke imali yophinda kwanyam ayipheli kuphel izinyo le ndoda... 2•Kwenye ilokishi okanye ilali kukho icheri esenesgqukru sokuba inkwenkwe ebijola nayo, yolukile, yabuya ilikrwala, yenzelwa umgidi yasokwa ngamakhulu namawaka, ne furniture emveni koko elo krwala lavusa icheri entsha eliyitya nayo le mali. 3• Kwenye ilokishi ngalo mzuzu kukho icheri eseyigqibe bonke oocallback, oko izamana nendoda yayo engaphenduliyo kodwa iyaziwa ukuba inayo iairtime. 4• Kwenye ilokishi okanye ilali ngalo mzuzu kukho icheri etakileyo and seyivukila qha isangqengqile igxeleshe la plate ebekuthiwe mayi share(we) yaze yathi yona ihluthi, ngoku ijamelene nesgezenga se stiff pap esesingenayo ne gravy. 5• Kwenye ilokishi kukho indoda ne cheri esezi rhangqe i25th ne 30th nge marking pen ebomvu kwi calender. Tltltl no Xolela... 6• Kwenye ilokishi ngalo mzuzu kukho umfana oseyedakasa estratweni kuba kowabo ebaleka ukukhunjuzwa ngeemviwo ze matric azi dayivileyo... 7• Kwenye ilokishi ngalo mzuzu kukho umfana ongasakwaz ulinda kude ku register(ishwe) eTech ukuze azobona icheri yakhe etyiwe yanya ngu Logic nge festive kwezindawo zezyolo... 8• Kwenye ioffice ngalo mzuzu kukho indoda efana no Logic engasakwazi noklinda kodwa ithi ngentliziyo Congrats kuni nonke manenekazi apase iMatric, sizobonana eDUT... :-D 9• Kwenye ilokishi ngalo mzuzu kukho indoda okanye usisi oseyethwel impumlo kukqumba ngenxa yokuba evuke igeyser ingakhange ibe ON, ngoku unyanzelekile ukuba aqondane namanz abandayo... 10• Kwenye ilokishi ngalo mzuzu kukho indoda okanye umfana one body lotion equtyudiweyo, ne toothpaste eroll(iweyo) ngeenzame zokub isondele, phofu ke zisalindwe libhozo xa sekucaca ukuba azisakhuphi ne thontsi. 11• Kwenye ilokishi ngalo mzuzu kukho icheri esene stress sesisu engasazi noba sikhona na kodwa ya town(wa) nge 31st Dec, phofu ayisiso sodwa eso stress. Kusekho nesengculaza... 12• Kwenye ilokishi okanye ilali ngalo mzuzu kusekhona istaqa sendoda esisathi xa simithisile, umntu waso xa esithi eclinic kuthiwe aze afike no tata womntwana bazo test(wa) ingcu, sona sithi sizo test(elwa) emntwaneni... 13• Kwenye ilokishi kukho le cheri esathe phithi ngumfana owayethunywe iice cubes egarage nge festive ehamba nge moto, kwa exchange(wa) iinumbers, wa phone(a) ulova wayotya impundu emva koko waduka nesduko, usisiza washiyeka esazxelela ukuba akazuxhwitha kwi 1st occassion... Hahaha! 14• Kwenye ilokishi ngalo mzuzu kukho isliding door operator(conducter) esesinuka ikhwapha, phofu nelo khwapha lidlula phamb kobuso babahlali xa ekhongozel imali. 15• Kwenye ilokishi ngalo mzuzu kukho itaxi exhathise ngezdudla ezimbini ebackseat kodwa kuhleliwe nga 4, kwakulo 4 kukho olibele ukukhuph iwallet before ahlale phantsi, ngoku kumane kusithiwa ayiphelelanga imali yase backseat, naye uyayiqonda lonto qha unentloni zokuxela imeko akuyo hleze achukumise ezi time bombs ezingafun ukuva nosebe sebe nge weight yazo... •BONUS... Kwenye idolophu ngalo mzuzu kukho icheri elapha kule page ene crush komnye waba admin qha ingasoze ifumane nomnye ngoba benabantu babo ngaphandle kuka Logic owoyika ukufa amantombazana nose available nakulonyaka... ;-) Good Morningini zihlobo zokumthanda... Niphile maqobo nani maqobokazana. ULihle unithanda kangaka. #AMAZWI_AYILA_ARRANGEMENT_RHOQO... :-D
Posted on: Tue, 13 Jan 2015 06:05:32 +0000

Trending Topics



Recently Viewed Topics




© 2015