Thixo onamandla onke ,mdali wento zonke ebusuku nje Mesiya - TopicsExpress



          

Thixo onamandla onke ,mdali wento zonke ebusuku nje Mesiya ndisondela kumqukumbelo wengubo yakho. Enkosi Yehova ngako konke osenzele kona ngayo lemini esikubonayo nesingakuboniyo ,sikelela izi Students zika Grade 12 xa zizakubhala somandla le Trial examination .Hlisa somandla umbethe wentsikelelo yakho uphe ootishara uMonde namandla kuba badibana nengqondo ezingafaniyo .Sikelela isizwe sethu ungasishiyi somandla ,siguqule ,sihlampulule ,sikhusele kwizinto ezenzekayo elizweni lethu sfake phantsi kwe phiko lwakho . Bawo ndingabashiyi abantwana bakho abathe bapasa uGrade 12 last year bt abafumana skolo .....vula ingcango Bawo ,khulula amaqhina veza icebo njengo Thixo. Siyakholwa kuwe Mesiya senzele izinto esizicelayo zibonakalise ezimpilweni zethu ,makudede umbumnyama kuvelukukhanya .Zonke somandla ezi zinto ndizcelayo ndizicela kuwe uthembekile kwaye sikholwa ukuba uyakusenzela .........# AMEN
Posted on: Fri, 08 Aug 2014 20:02:22 +0000

Trending Topics



with us James Carr would have turned 73 today. I

Recently Viewed Topics




© 2015