True or False … 1. Angekhe uzohlukanise iteachers - TopicsExpress



          

True or False … 1. Angekhe uzohlukanise iteachers noTupperware.. 2. Ama lady asebenza eSalon ngothanda iindaba... 3. Amapolisa ngothanda amaCherry abe engondli.. 4. Inurse ngokrwitsha, (utanda ooBen 10) 5.Amalady asebenza kwa KFC ngoziphonela.../ukuzimisela 6. Ama lady asebenza kwSpar Shoprite, and Pickn Pay... Ngokutwizza ungafunga uthi basponswa nguNike. 7.Kunqabile ufumane o straight umjita osebenza eSalon except for lo uchebayo.. Most of them are gay.. 8. Abasebenzi bakwamaspala nokuboleka imali ezalayo 9.most of taxi drivers own a leather jacket or2 10. iisecurity nenkani zokuzenza amapolisa...
Posted on: Sat, 18 Oct 2014 05:53:25 +0000

Trending Topics



Recently Viewed Topics




© 2015