Tsiii! itsho kamnandi i BEE apha kusasa, ndiyithandile ingoma - TopicsExpress



          

Tsiii! itsho kamnandi i BEE apha kusasa, ndiyithandile ingoma ibidlala xa bebeqala inkqubo yabo ethi uma abantu bekuhleka bethetha kakubi ngawe,khuleka ungayeki ngoba bakongezelela amandla. Ithi lonto, njengokuba usiva kamnandi ngokuthetha nga kakubi uyandinyusa ndibe kwinqanaba eliphezulu ungaqondanga ngoba uBawo undipha amandla okumelana nako konke. Ithi ichorus endiyiyhandayo you can talk about me as much as you pleased, Ill talk about you down on my knee, so becareful of always saying bad things about people rather ask if you dont know not assuming. Morning beautiful people.
Posted on: Mon, 02 Dec 2013 07:28:50 +0000

© 2015