UMoto unika abantwana bakhe bakwa B I assignment yoba bazobe - TopicsExpress



          

UMoto unika abantwana bakhe bakwa B I assignment yoba bazobe umvundla! Athi uzoyifuna kwiveki elandelayo! Hayke ziqengqeleke intsuku! Kwalile lakufika usuku loba athathe I assignment athi,umntu makakhuphe iphepha lakhe azobe kulo! Hayke bawakhuphe abantwana! Kanti uMali ulibele yonke lonto akazobanga! Uthe uMoto xa ezofika kuMali,wakhupha iphepha eli blank uMali, wazoba iqanda elikhulu! Xa efika uMoto wabuza,Mali yintoni le? Athi uMali,lilitye Sir! Athi uMoto,uphi uMvundla kuba andithanga nizobe litye mna? Athi uMali,uMvundla uve izinja zikhonkotha Sir, ngoku uzimele ngapha kweli litye! NdaFainter mna nje ngaPrincipal bendigqitha!
Posted on: Tue, 12 Aug 2014 16:48:57 +0000

Trending Topics



Recently Viewed Topics




© 2015