Ubomi Bam Emzini 59 That night we couldnt sleep well sicinga - TopicsExpress



          

Ubomi Bam Emzini 59 That night we couldnt sleep well sicinga le yalempilo kaBlangwe, (And we were worried that uMiya might not allow uAviwe to take uBlangwe to the doctor. Ebunyanisweni kwakufanele ukuba ngumsebenzi kaMiya lowo to, to take care of umamazala wakhe, nanje ngoko wayehlala ekhaya, Phi ke Bawo uMiya wayengenaxesha lakhe nje, okunhathi yena sozi aguge.)…However,… Kwasa ngamso, we woke up very early that morning, we foned uBlangwe and asked her uba utheni uAviwe, she suggested we call uMiya sizivele impendulo amnike yona, (i knew it was not the good one, …Ey uMiya kodwa, uSipho wafowuna there and then wayifaka kuloud speaker ifone) Sipho : Helo mama, uBlangwe akaphilanga, kufuneka eye kwagqirha, Miya : Kengoku kutheni ofowunela mna kodwa kugula yena? Engayi nje kulogqirha. Sipho : Andiyukholelwa ke le, uthetha njani xa uthetha olohlobo mama?…Xa ungafuni kumsa kwagqirha khulula uAviwe okanye uLubabalo amse kwagqirha kaloku, Miya : Ungehli ngokwakho nje, uzomsa kulogqiqrha, ngoba kaloku owakho umfazi umenze ipurse umbhanke kweloTheku, ebefanele uba ulapha ekhaya, abe ujongene nempilo kaGogo wenu, ahlukana nokueaista imali yakho abe ephupha ngeUniversity angazubona phofu, futhi akho kwankoma ezothengiselwa iUniversity apha kwam (Waqala ke owam umazala akathetha le ithethwayo wathetha esecaleni) Sipho : Ngumsebenzi kaKhanya nangoku lowo?…Kanti wena uzimisele ukuba kude kuthini mama ukuze ubone uba ugula nyhani uBlangwe?… Ewe kakade, kungcono abe yilopurse yam uKhanya, kunoba abe sisigculela sokunukunezwa umhla nezolo, yinkosikazi yam so uzoba lapha ecaleni kwam ngalo lonke ixesha. Le kaKhanya yokuya eUniversity ingathi ngewuxola mama, ngoba kulapho aya khona ke. Ungabi naxhala, akhonkomo zizothengiswa, zilakha icebo. Miya : Ufanele ukuthetha njalo nomamakho, kaloku wakugqiba kudala loNolukhanyo wakho, awusaziboni wena. Mamelake, ukuba uthe waya looNolukhanyo wakho kwesoskolo, umxelele ndithe Angazubaphinde awubeke umcondo wakhe kulowam umzi. Sipho : Yhuu mama!…ingangathi uyadelelwa, kodwa izinto eziphuma emlonyeni wakho…!…Kungcono ndityiswe nguKhanya konokuba ndibukele ezizinto uzenzayo, (Watshi edropha ifone, wayecaphuka nyhani uSipho, ebunyanisweni uMiya wayengayiqondi ubunzulu balento wayeyenza, The more wayezama ukundenyelisa kuSipho is the more wayesenza sibeclose nangambi, The more ethethe izinto eziwrongo ngam or ezama ukwenza izinto ezirongo kum, Is the more uSipho wayevele angamthembi, So lilonke, wayemdistancer even more unyana wakhe ke engaqondi. Instead of mantaining la Mother and Son bond, yena wayeyibhidliza esenza iOpposite, Helping in making the bond between the daughter in law and the Son Indirectly so engaqondanga. Jah neh! ) Emva koko we foned uBlangwe wathi usendleleni eya kugqirha, we promised to call her xa efika kwagqirha. uSipho walungiselela ukuya emsebenzini, sabe sizincokolela phofu sihleka le kaMiya , wahamba ke uSipho ukuya emsebenzini. (Emzuzwini xakanye ndilungiselela uvuka ikhale ifone yam, that was uBhutheza endixelela uba usetown endleleni ebuyela eKapa) Bafana : My chomarizer!…Ingathi usalele nje, theni akakulalisi ubabengane, nangoku ingane seyikhona?… Tyhini thiza nizophinda uba aniqondanga (we laughed) Me : Hahaha hay suka wethu, kutheni undivusa ngentseni na rara? Bafana : Ndisetoen kaloku girl, ndiphinda eCape Town, ntonje bendikucinga, kaloku izolo siphzaniswe nguQ, xhala lam angaphinde avuke nangoku. So uthe uzokwenza iLLB chomie. Me : Ewe wethu, yhuu kelonto akayiva tu uMiya lonto, uthi andizuwabona amasango weUniversity de kuye uKhuthala. Bafana : Heeeee hay rara, suwuhlekisa umlomo wam. Hee maam, utheni ngathi uMiya lo uzimisele ukuzenza iqhakuva eliqaqambayo nje, uhleli nje uzenza inkwethu, akake aphole tu. Kwakutheni nankosi yam engazange atshate mna uSipho (Yhooo i laughed non stop, ndicinga le yotshatwa nguSipho, ) ngoba bendizomqhuqha athi saa Me : hahaha chomi, wayezofa kaloku, unyanakhe atshate enye indoda, Bafana : Ebezofa aphinde avuke toto, tyhinile, singaphela amabele nguMiya, makayiziqengqa. Me : (i was dead laufhing zezizinto zikaBhtheza, wayezophela amabele awathathaphi, yhuu bawo uBhutheza)… Yhoooo chomie, u made my day bonanje. Bafana : Yhuu chomie, ungake ulinge umvumele akuchamele entloko lamama, uye eskolweni, as long your husband ekwicala lakho, chomie mandibaleke torho, will talk later, iyaphuma itaxi , bye (We hanged up, uBhutheza realy made my day that day)
Posted on: Fri, 06 Jun 2014 05:14:24 +0000

Trending Topics



Recently Viewed Topics




© 2015