Umntana wam uyagezelwa kowabo kuthwa mbi andazi ndithini.I met - TopicsExpress



          

Umntana wam uyagezelwa kowabo kuthwa mbi andazi ndithini.I met tata womtana wam last yr ebene gf yakhe qha hlala e Paarl bt ndaqonda since ingumtana izoflopa ijole ilahlwe inye kushiyeke mna.Lamtana besenza matric last yr,ndeva that umithi nam ndamitha cz ndingafun ushiywa cz bhutiza ebengenamtana.Im 22,lomtana una 19 n bhutiza 27 n unomzimba omhle gqitha cz yi hunk e fit.Yaqala intombi yazala ikwekwe,badibanisa igama labo bathiya umtana..ndazala 4 months later nam.Umtana wam kuthwa mbi,naku fb even if ubhutiza ubabekile kuvele kubuzwe y kunxityiswe ikwekwe ilokhwe.Mntana wam akananwele,le kwekwe inazo n inamehlo amakhulu*fuze unina* n lips zika tata n mhle nyan shem.Lo walomtana uyolandwa nase Paarl umtana,sister ka bhutiza iphume naye and soloko ephethwe zi 4rnds zika bhutiza.One dag ndifika pha kuzophunywa ndiyoshiya umtana ubhutiza ati bayahamba ngk,iti injakazana ts 5ne gqiba iti y ufake umtana lokhinxi?wayekwa cc lo udekhi su kufakwa head bands.Sunxibisa umtana okwe bharukazi,nyana wam funeka abano cc osisikhothikazi.Tel u what,sohamba sonke xa siyothenga impahla n al butiza could say was mxelele bby ndiaqhelwa nyan ngk.Mtana wam akathandwa ninani n ngk i think myb if kufe elibhongo labo angatandwa*help* #BElLA
Posted on: Fri, 25 Jul 2014 20:46:06 +0000

Trending Topics



Recently Viewed Topics




© 2015