Umrhabuliswano (Dear Joyride): Girlfriends friend’s dont like - TopicsExpress



          

Umrhabuliswano (Dear Joyride): Girlfriends friend’s dont like me? Ma Unie, ndinengxaki apha: oko ndaqala ukuthandana ne girlfriend yam kulonyaka uphelileyo, iitshomi zakhe zisoloko zithetha izinto ezi wrongo and ezi negative ngam. Eyona nto indixakayo is that abandazi nokundazi aba sisi ngoba zange ndakhe ndahlala nabo phantsi sincokole and they get to know me. Eyona ngxaki kukuba bona besuka kwi families that are well off and mna ndisuka kwi middle class home. Basoloko bexelela my girlfriend that asifanelani and abazi ukuba undifuna ntoni. Siyathandana nalomntwana and I’ve never felt like this for intombazana kwaye ndizimisele nokumtshata. She is actually the only reason why ndinyamezele le relationship nale abuse from lamantombazana otherwise ngekudala ndiphumile kule relationship. Uyandiqinisekisa yena ukuba noba iitshomi zakhe zingathini, soze andishiye yena. Kodwa eyona nto indenzela ixhala kukuba they’re very close as friends and I feel ukuba ngenye imini uzode abamamele and give in. I get mad at the fact that aba bantwana judge me without even knowing me. Ingaba ndinalo ilungelo of approaching these girls ndibaxelele ukuba ndingubani okanye should I let my girlfriend deal with them? What should I do guys?
Posted on: Thu, 02 Oct 2014 02:05:18 +0000

Trending Topics



Recently Viewed Topics




© 2015