Ye bethuna heee whe mame!! Ubu febe obu yi ndlela eya ebu gqirheni - TopicsExpress



          

Ye bethuna heee whe mame!! Ubu febe obu yi ndlela eya ebu gqirheni na or kanjani? Yazi iyandixaka into yoba umntu azi phathe nge plastic i hand bag zikhona athi wawu fumana lento umbone sene dreads locks ezi bomvu ne nyongo entloko kuthwe uya thwasa!! Ye bethuna makuyekwe intwaso izi hlalele abantu xabe nqandwa ngobu febe kuba ngathi unaka indaba za bantu too much!! Ngcamla ke ubuncwane besi hogo owazi faka kuso, okundi xakayo nale ntwaso ba balekela kuyo abade ba phumelele ba thwalana nale nyongo for the rest of their life batshayane ne snuif waya waya ba bothoke qha. Maku xatyiswe intwaso bakwethu mayingabi ngu mthunzi wo sithela izifebe ezingevayo zi nqandwa!! Andisayi phathi eyaba bazi xavathisa nga madoda wonke bawu gqiba balekele ecaweni zo sindiso!! Kwooow mntanam uphantse awa sindiswa if la madoda ebengaku xavathanga ubuyo sindiswa nini na shame? Owu sisono esi nkosi yam uve umntu esithi akajoli!! Aag de met kakade ubuzawu jola nabani uphelile nje uzazi nawe ba wajola baku gqiba? Ye bethuna maku xatyiswe icawe na masiko ayizo ndawo zo zimela izifebe ezo!! Ezinto zenziwa nga bantu bazo eziba faneleyo not abangeniswe yi meko kuzo. Hayi shame ndiyazi thethela nje akhonto itheni. #Magcwala
Posted on: Mon, 15 Jul 2013 14:16:03 +0000

Trending Topics



Recently Viewed Topics




© 2015