Yhoo into endiyibone izolo. Imakhulu wam ebencwatywa izolo ithe - TopicsExpress



          

Yhoo into endiyibone izolo. Imakhulu wam ebencwatywa izolo ithe kusalilwa ngelaxesha lokuba simboniswa, kufike i(kwere_kwere) lingene selisith yhoo Le gogo yalapha iyadelela yaz iyandikolota mara yenza mgidi ndifuna maliyam mna baxakwe ekhaya coz abalaz, lixelelwe ba ha.a uswelekile u gogo lith:ubhubha kanjan engandinikanga mali yam? Ndifuna bona vula le Bhokoso ndimbone ba nguye. Ba makamshukumise ath Vukatsotsi
Posted on: Sun, 11 Jan 2015 14:12:59 +0000

© 2015