at he came with her apha kule-Party...bendiyazi ba uze naye kuba - TopicsExpress



          

at he came with her apha kule-Party...bendiyazi ba uze naye kuba lomntana bendichazele ngoku besisiya eCuyler Garage indim Naye,Natasha no Grrr...kodwa bethe akathandani naye kuthi...I think Grrr took that into his advantage...qha ndaqonda andizothetha nto lomntana kunye noGrrr bazaziphendulela...Xolani wayenxile kakhulu kunabantu abaninzi...Grrr wahlika gqiba watixa iMoto yakho evalela umntana phakathi emotweni... -Grrr:Madoda niva shuu phi...kubuhlungu ngawoni heee Ngcaa? Xolani:Grootman ndicela itsheri yam le isemotweni yakho please! Grrr:Fondi uthi lomntana akanamntu apha...are you sure akumfanisi phof? Xolani:bhuda uze nam lomntana igama lakhe ngu Yamkela Ta! Grrr:ewe unyanisile ligama lakhe elo...and utsho uze nawe kakade...as for uJola nawe akayazi yena!! Zibha:Xolani are you sure ba yitsheri yakho lo-Yamkela awtam? Xolani:ewe fondini...yitsheri yam lena! Me:how about sibuze uYamkela lo aziphendulele ngokwakhe!? Zibha:hahaha Xolani khathethe inyani mhan awtam...ubuthe uyamfuna lomntana ngowaseEriyeni yakho...Zange utsho ba uyamfuna...ubundibalisele lonto ngokwakho ngoku sihleli phakathi! Grrr:bra susisokolisa mhan...wena lomntana ugqibele umbona ngoku umazisa kwabantwana baseClassini yakho khange uphinde umhoye...ungaphinde undiqhele iTetsi ke yitsheri yam ngoku ke uYamkela siyavana okanye Siyavasa? Dazz:X usathi yitsheri yakho lomntana bro? Xolani:sundibuza ikaka mhan nawe mfethu(crying) :( Grrr:(opening his car)Baby ugqibile unxiba?...she nodded her head* Grrr:iza ke Sana singene endlini!...wasondela wabamba isanda sika-Thando ebucwezela kuXolani... Jomo:Myeke sonny lomntana...akakufuni soske sifune amanye amatsheri yabo! Xolani:nya wena mnqundu wesishumane uqale nini uba yitshomi yam ngoku tsek? Jomo:umna ndibona wena uqasha ngoku...andiyazi noba lonto yiyo le yenza undibone ubushumane? Lusindiso(Jomos Friend):iJampile!! -Xolani waxhuma waqhwaba uJomo ngempama...Jomo fought back they both fell on the ground...mxm Im not in the mood yonqandana nemilo ephambeneyo...Xolani icacile bexoka yena bemfuna qha lamntana khange athethe nto kuye...besides he got only himself to blame at least uYamkela lo ngenomdla ba bemhoyile at least...ngoba nanko ezile naye apha ugqiba wamyeka yedwa umntwana wabantu wadibana noo Rhaa Satsha abanjengo Grrr mxm andizoyingena le into...banqandwa ke lomzuzu singena endlini singabanye...umculo waphinda watsho...sahlala sonke NooGrrr Yamkela ethe ngca bostick ku engalweni kaGrrr...umna ndiphethe uNatasha...Khasta,Dazz,Dumsani,Zibha,Maliz everyone was with a chick next to him...Xolani wangena edumbise inyeke ukuqumba oku...engumhlaba nje iSuit yakhe...wazohlala nathi engathethi namntu ngenxa yoqumba...Dazz wathi kuye makayovuthulula ibhatyi phandle....waske watsala uMxm...I couldnt help it but to laugh...lomjita uqumbele wonke umntu ngenxa yobubhanxa bakhe... -Natasha wayesoyisakala wathi masiyolala...ndachazela amajita ba ndizoyobeka icala kularoom bendilele kuyo...kwathiwa uGrrr uzolala kunye nam kulabhedi...yonke enye kwafuneka igoduke singenolala kukho abantu esingabaziyo jong...kwavalwa icango kohlulelwana ngezinye iRoom ezimbini ngamajita...ngoba enye iRoom yayilele amatsheri atipileyo including Zen...Dazz wondlala phantsi kule yethu iRoom...kwalalwa kakuhle Dazz kunye noGrrr ndabeva bekhutshuza...Tash was still Sore so kwakucacile andizufumana...I decided to trade Places with Dazz wazolala ebhedini noGrrr....yanguwashiywa nowashiywa...Natasha belele Phezu kwam...my hands on her ass...sincokola ngathi and where to from here...simamele okwenzeka ebhedini...simane sihleba ba uyafaker lo uthe...hay uchitha quick lo sade satipa Sonke...Sothuka sekumhlophe sivuswa yitsheri ithukisa ingxola... -lomnatana uthukisela caba lomjita uJomo uchwechwele kularoom yabo...ubhaqwa sele ekhulule amaqhosha e-Jean yalomntana...efaka isandla phezu kwepanty...he was caught Red handed waqhwatywa ngempama...lomntana ethukisa nje uJomo ucela uxolo...emcenga makangangxoli kuba engafuni kuvuke abantu...sadiba sonke kularoom sonke sivela ngokwahlukana kwendawo besilele kuzo...sidityaniswa yilengxolo iphuma kuleroom...sabe sisothuka kwaJomo lowo ba ungenephi kuba besigxothe wonke umntu ekseni...waza washiyeka njani yena...walitsho ibali lakhe lomntana...indlela uJomo amqhela ukunya ngayo...Khasta wabuza kuJomo ba kunyanisiwe nah...Jomo akaphendula mbuza wasuka wacela uxolo ngoloyiko...abuza amajita ukuba ungene njani...wathi khange aphume kwasekuseni...bonke abantwana babesatipile kuleroom ngaphandle kwalo ubethuka uJomo...ndabe ndibona ba amajita azoyitrapa le inguJomo asondela kancinci...waqala phantsi ecela kulento yabantwana uJomo engekabanjwa nge-washing zezam...zamqhwaba Khasta wamxhwaya emagxeni wamphosa ngaphaya kweyadi...Xolani ingoyena umtrape ngamandla uJomo...kuba kwakusekusasa kakhulu abantu decided to go back to their beds... Umna ndaqonda masigoduke noTash ngoba oko enxibe iLokhwe ngezolo nam ndisekwi-Suit...ndafonela i Cab sahiya uGrrr noDazz ebhedini...we went to bathroom...wazilungisa uTash the Cab Came...sakhwela singaxelelangamntu semka... -ndamchazela ukuba umna ndizocela leCab indilinde ndenze ndigqibe ekhaya...Ill take a quick shower ndinxibe comfortable then go back kulandlu kuba kwakungomgqibelo and sasinotywala obuninzi gqithi...wathi ucela ndiyomlanda pha emini naye ndathi ohk...safika kokwabo before sihlike ndathi...Me:baby ngubani iGama likasisi lo uncedisayo apha kokwenu?...Her:ngu SisZintle ngoba dan?...Me:Ha a akhonto nje ndiyacinga oko xa ndifika apha ndiyathetha naye zange ndalazi igama lakhe...she said ohk sahlika sangena kokwabo...ndadibana nomama wakhe...ndabulisa ndachaza ba ndigodusa Natasha...wabulela Tash hugged me and I went back to the cab...driver engachazekanga kukwenza i-Stops ezohlukeneyo...safika ekhaya ndamcela alinde uDriver wakhupha iKick Off Magazine wafunda engatyhilekanga tu...mxm yaphambana lomjita ndizobhatala mhos...andiceli lift kuye...I was done ndatya then went back to the Part the time was about 7am to 8am ndafika kulendlu yethu... (To Be Cont...) #Funky
Posted on: Wed, 06 Nov 2013 07:38:14 +0000

Trending Topics



Recently Viewed Topics




© 2015