fihla admin.... ndingu cc ona 29 ndiyazhlalela, ndina 3 yrs - TopicsExpress



          

fihla admin.... ndingu cc ona 29 ndiyazhlalela, ndina 3 yrs ndihlala kule nginqi kukho lo cc uhlala apha estrawen utshatile unomyeni banemoto ezintle base young, nanku ukwenzeka lo cc xa ugqitha estratwen ugqitha pha ngakwakhe uyanyevula aphe emantombazaneni wes ba umhle nd uyasela uvela onyanye nd uyabikwa ba uya undermin(a) wes abamaziyo bathi wayexwebe ezihluphekela uthe uphangela kwakhe waqeshwa emsebenzini o ryt watshintsha akabaz abantu wavela wonyanya so mna ke admin ingxaki yam lobuti uthule uyathanda ukundijonga xa ndigqitha pha ngoku ke admin andiyaz noba ndi wrongo na labuti ndimfuna apha kum, ndifuna ukubonisaa lamfaz i shori eyoba makangathi xa xa elungelwe yena azenze clever aphakame alibale usuka phi eyoba angaseli yingxaki yakhe nd ndizomvuma ozandithuka yaba yaznceda.
Posted on: Wed, 24 Jul 2013 12:41:26 +0000

Recently Viewed Topics




© 2015