fihle admin ibf yam ayiseli ayitshayi mna ndiyasela & ndambuza b4 - TopicsExpress



          

fihle admin ibf yam ayiseli ayitshayi mna ndiyasela & ndambuza b4 sijole uba uzokwazi na ujola nomn2 oselayo engaseli cz mna everywknd igo awt wth 4rndz wati yena akanaprob as long as ndizomane ndibuyela kuye nyani ke ndamane ndiyenza lonto yomane ndibuyela kuye wapinda kwayena waqumba xandihambile wati mandibuyele kwam xa ndihamba indawo zam cz yena ufunu lala ndapinda ndenza njalo qho nge wknds uyandala uti akayifuni lento yonxila kwam & akayazi ba ndifuna ntoni etywaleni ndimhle kangaka ndamxelele uba ufike ndisela andizotshintswa nguye & kudala ndimxelela ba uyazipazamisa iflngz zam ngalento ayenzayo yosoloke endixoxisa cz ndihlala naye iveki yonke ndonwaba nge weekends nd ngumxhosana ebenoske andikupe etywaleni ngomane endikhupha qho nge weekends sibuye ngo 12 ebusuku bendingazo kwala nt into yoba asuke andiyekise ukonwaba gqiba andihlalise pansi kwengubo,ndi rongo na bakhaya kuba mna ndixolele sohlukane if ufunu tshintsha ubomi bam #buti ndingunontyintyi uryt cz naye undibiza ngalo so ndiliqelile#
Posted on: Wed, 18 Sep 2013 05:28:19 +0000

Trending Topics



>

Recently Viewed Topics




© 2015