insert 18 I prepared supper dan iron impahla zeth sesikolo - TopicsExpress



          

insert 18 I prepared supper dan iron impahla zeth sesikolo nezika bhuti . Imali kabonga yayise kum futh indidikile ndadingamaz ukuba ndingamfumana phi ndimnike imali yakhe . Ndagqiba upheka ndaphaka. wonke umnt wayehlel e lounge ndadiphek i papa no neveg ne nyama. I took itray ndabeka ukutya ka tata no mama ndakusa .ndabuya ngokuka bhut no anathi ndakusa ndabuya ngokwam . Mampelo : masithandazen ke . Tata khawusole utsho Tathlubi : enkosi bawo ngesidlo sanamhlanje siyaz abany abanasong nkos kodwa wenzile kwelikhaya sibekhona siyabulela amen .satsho sonk emven ko tata amen savula amehlo satya . Ubhuthemba : uhambe xesha liphi umakaz Mampelo : yhuu ngo9 kusasa Tathlub : yhuu uncede wahamba noko besel lilind ixesha engapha Mampelo : mmm kant ke xandimdinga nzophind ndimbize Tathlubi : ubuzenza odikiweyo mos ngk ebelapha? Mampelo : she is not that bad yinton nimenza nje umntaka tata. no anath bath uyadika hay niyam mosha noko kant ke mna ebengekandidiki Bhutthemba : hayke mama nzofwnel ngoms espan ndith uthi ucela afike Mampelo : hay ntorh ungakulinge . We all laugh sagqiba ukutya ndazithath izitya ndazisa ekitchen ndazihlamba dan nda qoqosha ndabuyela elounge Tathlub : namhle ntomb zinjan i exam kuyabhaleka phofu ? Mna : ewe tata akhont inzima Bhutthemba : upase ke cc mna : hay nzopasa bhuti . Kwakumnandi endlini kubuyel njengakuqala sihleka kuyilonto. Kusenjalo sava nge moto ipipiza into ede edikayo Piiiiiiiii piiiiii piiiiiiii Bhutthemb : yimoto ethen lena izosixolela nje? Mampelo : ko krobe namhle cc ukuba ayizanga apha . Mna : okey mama . Ndaphakama ndaya emnyango ndavula yhuuu thixo wam yayisesidenge singubonga ndothuka ndakhawuleza uwuvala umnyanga ndakhe ndaphefumla ndaya e lounge Tathlub : uze apha Mna : hay tata uze kwamakhelwan ndibone umnt ephuma esiya kuyo .esisibhanxa sasisele siyithulisil i hoota yho i hated lento ayenzileyo ubonga futh yayidenz naye ndimonyanye how dare him azopipiza ngemoto ekhaya Mampelo : kulungil seku bethe u 20:00 makulalwen odlalan namhle . Ndayothath into zethu eroomin kabhut ndodlala salal bhut said their gudnyts no tata umama yena kissed us . Mampelo : sweet dreams angels anathi : nakuwe mama . Wasicima isibane waya kweyakh iroom umama . I couldnt really sleep jst tinking about ubonga made me sick ngomso ndadingabhali bt ndanzovuswa kukulungiselela u anathi plus ndimkhaphe Ndavuka kwakusasa ndacleana ndavusa u anath ndayomhlamba eshower nam ndahlamba ubuso . Ndamnxibisa u anathi i uniform nezihlangu zakhe ndamkama dan went 2 da kitchen ndamenzela i movati ndamtyisa cz ndadingafun azincolise . Sakugqiba she went 2 mommy room Anathi : knqo Mampelo : ngena Anathi : ndiyahamba kengk mna . Mampelo : can i hv a kis . Wancuma uanathi dan she kissed mommy on da chic byee byee ke sahamb ndamkhapha waya esikolwen lemali kabonga xandihamba ndadihamba nayo ndisoyika umama ayibone xethe wa decide ujonga incwadi zam . Safika esikolwe sika anathi wadibana no zethu egatin kwabanzima noba athi gudbyee Anathi : nzokubona later namhle .batsho behamba sana Ndajika ndaphindela endlini on ma way home ndabona u aphiwe ndamkhwazaa Mna : aphiwe aphiwe.cela ulinde . Wandilinda nyan Mna : molo gal Aphiwe : bendingakubon hi cc Mna : uryt kodwa Aphiwe : ewe wena Mna : ndiryt nam . Ndadifuna ubalisela u aphiwe malunga nalento ka bonga qa ndadingazazi nokuba ndiqalephi Aphiwe : uvelapi kusasa apha Mna : sukosa umntwana eskolwen Aphiwe : alryt . Mna : ye aphiwe uyamazi umfana ongubonga? Aphiwe : baninz obonga endibaziyo cacisa Mna : lo uqhuba iphela eli red Aphiwe : ohw mxmm ewe uthen . Ndask ndadanisw ngu mxmm ka aphiwe Mna : why wathi mxmm friend Aphiwe : usile wethu lowana bayambalisa abamaziyo kuthiwa uyabheja kesana xeselekuthanda why imibuzo ngobonga . Mna : akhonto nje gal Aphiwe : hahaha hay ntomb kubo bonk abant usukenj wanomdla wokwaz ngobonga khothethe ntorho. Watsho esima sana u aphiwe endijonge ntshoo emehlweni Mna : uyandifuna gal ewors izolo elinye wandipha i haike ndisiya esikolwen sika anath ndikuxelel. Ndathi xandisohlika wathi mandibamb apha xandijonga esidalen sele emkile xandisithi yiR50 lento ebendinika yona ngk ndiyoyika ukuba nzothi ndiyithathapi ekhaya and eva sinc lamin andikaphind ndimbone ndifuna umnika bck imali yakhe Aphiwe : yhu une luck gal ubonga akafane athande noba nguban jonga kwa indlela anxiba ngayo Mna : hay andimfun mna sana eworse aftr int ayenz izolo Aphiwe :*ehleka* wenzen Mna : yhuuu akayango pipiza ngemoto ekhaya isidala sento umama wath mandivel ukuba nguban lo wo xandisith ndiyavula yabe iyimoto yakhe ede eme ngaphandle kuyo. hay ubunyanisile xa usith usile sana Aphiwe : hay wena uthin na
Posted on: Tue, 21 Oct 2014 09:47:57 +0000

Trending Topics



Recently Viewed Topics




© 2015