insert 321 Anga ebezohlamba wahlamba wagqiba ke wabuya - TopicsExpress



          

insert 321 Anga ebezohlamba wahlamba wagqiba ke wabuya wazohlala seating room kwangena guy iblukhwe zime ezantsi kwempundu unama chain mntakabawo ne ring eziyi nqwaba into ecaca uba ingu tsotsi ihamba nje. him: sistery. me: mholo buti. him: ukhona tata lapha? me: ewe yiza ngapha. ndiye ndamsa seating room wafika wahlala phantsi. Anga: ntwana yam ubekwa yintoni elixesha. him; hayi ndizokubona ndakugqibela kudala. anga: kaloku busy ngoku ndibanjwe ngumsebenzi uyabona. him; hayi akho simoko yi-medi yakho le? anga: ewe ngumfazi wam lona gama Lakhe Akhona. him: hayi untswempu cherry la way. anga: hayi hayi kwedini suncoma mfazi wam uzomncwasa, baby ngu Athi lona uhlala aphe next door. me: ndiyavuya umazi. him: khawundiphe apha mali yogxala bra. anga; unje ke wena emzini soze uhambele nje uke uyobabona abantu. him: hayibo bra ndiyakubona oko nje. anga: ubukade uzifihlephina ubuke wandinqabela. him; bendisabalekela abanye o-line mheza. uye wakhupha R100 note pokothweni wamnika. him; yabulela bra yam mandikubone ke. anga; yima ndikukhuphe ndoda. uye waphakama waphuma naye wabuya esidaleni wazongena endlini. me: ndicela imali nam. him; later baby. me; ok, uyi tshomi no tsotsina. him; lamntana sivana kakhulu wayengekho nje ke ukhula kwakhe wayeka esikolweni kwa 8 oko wayengu tsotsi omkhulu yena. me: yhu umzisa njani umntu onjalo kwakho? him: uwugadile lomzi lantwana iyandazi soze ibe apha. me; yhu hayi uyoyikeka sana. him: phola unjani mntanam? me: hayi right sithandwa. him; i cant wait for ukuba bamba. me: lomini iyeza. him; so bekunjani emtata? me; bekumnandi uyayazi kaloku emsebenzini bekunjani kuwe? him; bekudika worse kukho sisi ondifuna high and low akaboni nalo ring. me: wena awumfuni? him; no baby ndadlula mna apho. me: uyaxoka. him: uyafuna umbona? me; ewe ndifuna ubona umntu ozobangu k wam soon. him: (laughing) ndizakudanisa ke sana. me: Kungawo udinga mpahla ziyamshiya ezi anazo. him: yhu! hayi ndabhitya ndicela undiboleke imali. me: andinayo ne cent emdaka kaloku mna. him: ndizokubhatala or ndicela sibethe mali simthengele ke. me: ndizakuboleka baby. him: i wonder izophumaphi ngoku. siye sancokola sahamba sayolala the following day bendisiya ekomani ndavuka ndalungisa then ndayindlela bendihamba nabantwana bam besingayango kwenza shopping qha besiyeku Andy uye waphuma saya ezibeleni ke. her: ntombi uyanqaba wena. me: kukuxakeka kaloku love. her: awuse qum-qum ungaxoki uphindile. me: ewe ndiphindile. her: yhu! ndingavuya ibe ndim lowo. her: utata ka Amyoli akavumi tu uthi usase busy. me: yhe ntombi uxhomekekile kule ndodana ungase mover on. her: ingathi ndiyabhaqa phaya sipani. me: hayi uzofumana ugqirha. her: ewe ntombi ndidikwe finish. me: uyamthanda wena? her: kakhulu tshini. siye sancokola ndaba ezibandayo then ndahamba later ndagoduka ndafika endlini ndahlala nje salala iye yahamba veki zavulwa zikolo bendidikwa ekuseni xakufuneka ndivukile sana but bendingena choice. class bezihamba kakuhle kukho amabala kele mini so sahamba saya ke as teachers xasifka phaya kwadlalwa oko bendihleli ecaleni ko Thando kwafika mntana wesikolo wathi ndiyabizwa kwenye moto ibimise ngapha kwe yard ndaya ke yhani it was Ayanda ndafika ndajika. him: bendicela umamele torho. me: ntoni? him: ndifuna uthetha nawe. me: akho kwanto ndinoyithetha nawe mna ndiye ndajika ndabuyela ebaleni ndimshiya eme apho ebengazanga kum kaloku. ndiye ndadikwa kwayiyo yonke lento ndabuyela endlini ndafika ndalala kwala later Anga wafika Anga ehamba no Anda. anda; simithisane. me: mxm right. anda; awunqabe ngoku yintoni ingathi awungo mfazi wasekhaya marn. me: ndingoka Anga kaloku sulibala not oka Anda. anda: fanele uthi buti futhi not Anda. me: hayi yacaca kudala undikhumbula utheni emehlweni? anda: krwelwe licingo love. him; uyaxoka ubethwe nkazana lona. me: (laughing) hayi useyila ntanga yombethona. anda: bendinxilile marn lonke eloxesha. siye sancokola latshona ilanga salala yahamba veki again wafika friday Anga ebese bhayi ehambe nomsebenzi ebene case ekwela cala ebehambe wednesday wabe lomntu azammela ezovela court Monday so besishiyeke alone friday siye sagoduka nabantwana bam Phatheka ebegoduka siye sechu uyongena ekhaya safika kuse early ndapheka for abantwana bam kwazo fowna Anga xasilala. me: i miss you buya ngoku. him; miss you too baby tuesday ndizobe ndilapho ecaleni kwakho nje. me: ungaphinde uhambe nhe? him: ewe, ndifuna ukuthi amantombi awamahle apha. me; mxm. him: qha awakogqithi love wam. me: mxm. siye sahleka sancokola ndalala around 1 am bekuxokozela apha phandle marn ndazama ulala kuye kwatsho gun 3 times hayi ibisitsho apha endlini lena sana lento ibikula door yase seating room bendibile ndimanzi ndacima fown ndazigquma ndathi mba bendigcagcazela wothuka alunamida walila ndambeka esifubeni sam uba alilele kuso ndithe ndisajonge leyo lakhatywa lawa ucango bebehamba bekhaba amacanho wezi room bade bafika kulena inam banhena bacofa umbane ibingamadoda ayi 6 exhobe gun ezingakanani aye azikhomba kum. #Akhona
Posted on: Tue, 20 Jan 2015 08:00:40 +0000

Trending Topics



Recently Viewed Topics




© 2015