ndifihle plz! Nditshatile, owakwam akasebenzi ndim ndodwa lo - TopicsExpress



          

ndifihle plz! Nditshatile, owakwam akasebenzi ndim ndodwa lo usebenzayo, umphathi wam ke ndiyavana kakhulu naye, kangangoba ndandikhe ndamthela thsule le nyewe, wathembisa ke ba uzondimamelela, ngoku ke ubuya seyesithi, angakwazi ukuqesha inkskz yam, isebenzele yena, qha ke kufuneka mna ndilale naye kqala, ndiyichazile ke le nto pha endlwini, kwathwa mandiqhube kuba ke naye uyawufuna umsebenzi, ingxaki yam ke ngoku yile yoba, xa ndiyenza le nto nje ngoba no nkskz lo wam esithi mandiyenze isenotshintsha izinto ezininzi, from emsebenzini wam,, ma rltnshp no boss wam, plus eka-boss nonkskz wam, igqibele ngokwenza inguqu kulo mtshato wethu, ngoba kaloku uba ndilala naye ngoku, usenofuna ndingayeki, afune qho, nanje ngamntu ungatshatanga kaloku. Khanicebise bantu, ndiqhubeke ndiyenze le nto or ndimyeke lo mfazi ahlale engasebenzi. Ndisuke ndaphithani ingqondo mna. *#Noziqhitsi*#
Posted on: Sat, 20 Jul 2013 11:58:37 +0000

Trending Topics



Recently Viewed Topics




© 2015