ngalemn ngalomhla ngehalf pasrt 2ekusen ymin leyo endngenze - TopicsExpress



          

ngalemn ngalomhla ngehalf pasrt 2ekusen ymin leyo endngenze ndybale apha ebomn bam lath lbetha elxesha umphefumlo wam solukrakra kade ngath kuyaxokwa ukulahlekelwa ngumntwana akumnandanga kwaphela noba nguban phof uthixo angenza njan ndlbale ngonyana wam okuphela kwakhe ndyamcela uthixo maxa onke kodwa kunzma hay khona ndakubona itshom zakhe ndavukelwa andazi nene kubuhlungu God may his soul rest ib peace oh ndakuhlala ndikukhumbula Hlumelo hay ske ngath sezakubuya lnxeba elnzulu lona
Posted on: Sat, 22 Jun 2013 06:58:14 +0000

Trending Topics



Recently Viewed Topics




© 2015