ubhuti kaYolanda Mamsunu wayelisela elihamba lisothula iimpahla - TopicsExpress



          

ubhuti kaYolanda Mamsunu wayelisela elihamba lisothula iimpahla zabantu ecingweni. Ngenyimini wabhaqwa esothula iimpahla komnyumzi,wabethwa ngabahlali ke apho wakhutshwa amazinyo. Uthe akufumana ithuba lokubaleka walisebenzisa,hayke wagqotsa ukuyotsho kowabo. Umama wakhe uyabuza "sphelele bakubethe ngantoni mntanam?" sphelele: ngofayf mamakhe: hay sphelele andibuzi ukuba ubethwe ngabani ixesha,ndiyabuza ubethwe ngantoni. Hey uSphelele wayimela into kafayf,kanti umfo omkhulu ufuna ukuthi ubethwe ngopipe qha uphume amazinyo
Posted on: Sat, 31 Aug 2013 04:33:03 +0000

Recently Viewed Topics




© 2015