Admin fihla, i just ost my husband and kubuhlungu. Ingxaki - TopicsExpress



          

Admin fihla, i just ost my husband and kubuhlungu. Ingxaki ndiyayiblocker indlela endiziva ngayo kuba ndisoyika mayb ndizagula, sometymz bengathi ndiyaphambana and ndicingela bantwana xa ndizagula bazojongwa ngubani bona .so m acting strong for them. Ndiyahleka xa ndiphakathi kwabantu kodwa xa ndindedwa andikwazi kuzifihla. Ingaba le ndlela endenza ngayo izakundinceda na ukupholisa inxeba okanye ndilibazisa iprocess yokuphola. Deep dwn kubuhlungu ngeyona ndlela and sometymz ndisuka ndibenomsindo nje esithubeni ndifune shouter umntu. Ndicela uncedo bahlhali.
Posted on: Sat, 05 Oct 2013 19:42:34 +0000

Trending Topics



Recently Viewed Topics




© 2015