Admin kwakhona fihla, ngulaSisi ufundiswe ngumnyeni wakhe - TopicsExpress



          

Admin kwakhona fihla, ngulaSisi ufundiswe ngumnyeni wakhe ndaphumelela kwiminya emithathu from STD10, bethuna ndiyaniva, kodwa mna khange ndithi UMUNCU umnyeni wam, ndithe asivani ngengqondo, and ndisahleli apha emtshatweni naye, kodwa ke mandiyithethe inyani, ukhona umntu endinaye ecaleni ondivisa kamnandi yaye ufundile yena, siphangela sobabini, uqhuba imoto enevili emqolo, ngoku andikwazi umyeka lomntu ndiyamthanda bethuna, and ubomi bungangcono naye in terms of Salary(z). Umnyeni lo wam andifuni umenza lento, yaye ndiyavuma ukuba, ndiyilento ndiyiyo ngenxa yakhe namhlanje, kodwa izinto zitshintshile kum, still THINKING about this ! Ndicela niyeke ukuthi ndiliQwirha please bantu you dont feel what I feel.
Posted on: Fri, 01 Nov 2013 06:34:29 +0000

Trending Topics



Recently Viewed Topics




© 2015