Awulazi uthando if awuyazi impama yomntu wakho. Funeka umntu - TopicsExpress



          

Awulazi uthando if awuyazi impama yomntu wakho. Funeka umntu akuqhwabe uphume lamazinyo ayi 2 angaphambili uthi andina ngxaki as long ekhutshwe nguwe not eza dentist zase Makhiwane bezizondishiya ndi paralysed.. Lamazinyo azoba yi souvenir naxa sinokohlukana. Uyakwaz uthanda umntu Thupak sthandwa. Lonto waba soft ngoku kwenzeka ntoni kuwe nana??? Yakhumbula ngokuya wawuqhela undintywilsa ngentloko emanzini ndibe manzi sogqiba undi connecte kwi battery yemoto nge jumpers ezidleleni Umxelele uba ungaze ukhwelete xa enoyenza komnye umntu lonto. Yho anilazu uthando man nini nizi Mayonnaise :( :( 31 October All White Sushi Party Tonga Night Club #RUFF
Posted on: Thu, 16 Oct 2014 14:10:31 +0000

Trending Topics



Recently Viewed Topics




© 2015