Bekungcono ukuba ilizwe lifunda something kulaa nt eyenzeka - TopicsExpress



          

Bekungcono ukuba ilizwe lifunda something kulaa nt eyenzeka kwi-generat. Ewe, uSbu zenzil izint ezimbi but akumniki uPhenyo igunya lokuziphindisela ithi ibhyibhile impindezelo yekaSimakade. Loo nto leyo akanayo imali yokusa uDineo kwiHoney moon, akanayo nendle yakhe uqobo kodwa unayo eyokuqasha izigebengu, akanalo ixesha likaDineo nokuba ethetha naye umrharhameza kodwa unalo elikaNoluntu, uzozifumana phi izibusiso?
Posted on: Wed, 10 Jul 2013 02:53:21 +0000

Trending Topics



Recently Viewed Topics




© 2015