Check it out! Igeza lithunywe emthonjeni liyokha amanzi lifike i - TopicsExpress



          

Check it out! Igeza lithunywe emthonjeni liyokha amanzi lifike i queue inde lisonqena ukufola lisuke liqhathe abantu ' nilibele ukufola apha nje iyaphela inyama endleleni, kutshayiswe inkomo ezintathu yitruck', qhu saka abantu ukuleqa inyama. Lakubona ukuba bemke bonke lithi, ' Haybo kutheni bemka bonke khawume nam ndilandele hleze ndinyanisile.' woow ucinga ntoni ngeli "geza"! Good Morning. Friends
Posted on: Thu, 29 Aug 2013 03:52:35 +0000

Trending Topics



Recently Viewed Topics




© 2015