Does n Donts kule festive bakhaya bam *Ladies I know kuthwa its - TopicsExpress



          

Does n Donts kule festive bakhaya bam *Ladies I know kuthwa its wrong to take drinks from strangers bt mna ndith its rude to reject (closed) drinks from a strangr esp if ubuzoshendel etarven *Guys niyathanda uzhlohla kwii tafile ezi green(castle lite,Windhoek, etc) kodwa utya oku brown (black label, hansa nee castle lager) cela uyeke uhlupha abantu bezityela stuff sabo ube ubangxolel ngento engekhoy etafilen *Suvele uduke kumntu ubumxhwitha cz awazi nizophinda nidibane phi nini Ndawni xa ufuna umdampa yenza excuse noba ayphelelang kwazel azoksizel ngenyi mini xa ungenant *Sukuthi uzoshendela uphinde udikwe yiloo tavern uthi makuyiwe kwenye...kanti kuthenga bani dan? Sela utywala uyeke banempempe tuuu *If ufana nam itarven awuyqhelang qha ufuna uva lento visa ngabanye hamba neetshom zakho uyozvisa kamand qha uyaz unae umntu wogoduka cz oochomi bazo awta njengesqhelo bakushiye uperm(e) apho sana. Molweni maHewu amahle ngale njika langa
Posted on: Tue, 25 Nov 2014 12:50:04 +0000

Trending Topics



Recently Viewed Topics




© 2015