Eiii Nkosi yam ayaBora amanye amantomb Bawo anazani ndibana - TopicsExpress



          

Eiii Nkosi yam ayaBora amanye amantomb Bawo anazani ndibana Eskolwen kodwa umnt uyoteta ngaw ngati uyakwaz isono kuksineka wonwabe nae akubuze zonk indaba ezi kant ufuna ukuzirotetor akwenz umnt owrong 1nce waGoduka zobua uxelelw baNtomb IGama lakho beliyincoko apa soze ndipinde nditemb kwamnt bonakel abantu ap emnyanga.....qhaa andiyi understend tuuu lento umnt afune ukukbona usufferish ebomin pof akakwaz souu andiaz Noba nguMona wanton nah lo ukwez ntomb okany yinton lee zindikhatalele ngao mna ke xeim andinalo tuuu ixesha lomnt endingakhongoz kowabo ,,qhaaa i vel bona ngoba ulwim Cacile yint abakhule ngayo kwalapo basuk khona sou andinaw tuuu amndla okulwa namaMenene qhaaa ndibaposa kopezulu abandisela nalapo baya khona bafike benjalo..... Sou ndit k mna Bawo bambana nababambana nam uLwe nabalwa nam kuba mna andinaw amandl okuzipindezel,,, Kodw ndiayigqonda ba ungumnt asoze utandwe ngabant bonk ungeyo maLi njee kodw k sorin ldiez Idrama khang niyibukel meib next tym nizoibukela nenza more dan uba nenzile hleze nipumelel okwangok niyiLuzil iGeim kwaaaaax (^ _ ^) imingqweno yen ayipumelelanga
Posted on: Mon, 08 Sep 2014 04:17:02 +0000

Trending Topics



Recently Viewed Topics




© 2015