Fihla admin gama lam Ndicela ubuza uba ndiwrong(o) na xa - TopicsExpress



          

Fihla admin gama lam Ndicela ubuza uba ndiwrong(o) na xa ndikhupha umamam kum kuba yandisokolisa kakulu.Oko kuqala wati mandingafundi after ndifumene umntana ndisese high school kengoko andavuma ke akafuna umgcina umntanam,ndamsa kulo tatakhe.Yabe igrant ityiwa nguye pof i4 years yonke this year ndaycima kuba ifunwa apo akoyo umntana,ecalen ndidlala indima yobuzali kwisista yam encinci kuba yena mama woyisiwe bubuzali.Ngk last year ndazisa eskolwen eFort Hare azange wandipha necent xa ndifouna ndisiti ndilambile wati mandyophangela,ngoku urentisa ngendlu yena uhamba esthubeni andibina ndawo yohlala xa kuvalwe izkolo ntliziyo iba buhlungu xa ndcinga ngo goduka,akhange avume nedocuments zakhe 4 applyela Nsfas kodwa ndenza amacebo nda applya.Andzaz isono sam kuThixo ngati uyandpunisher ecalen notata akandhoyanga uhlala nomnye ucc,eskolwen ndixhomekeke ebantwin ngeznto ezfana nemali yokwenza inwele. lvm
Posted on: Mon, 09 Sep 2013 11:49:29 +0000

Trending Topics




© 2015