From inbox Molweni bafazi, ndicelwa ufihlwa Nditshate 2011, - TopicsExpress



          

From inbox Molweni bafazi, ndicelwa ufihlwa Nditshate 2011, sinomntwana omnye. Last year umyeni uphunyelwe zimali zakhe ngodecember more than 50 000. Uyitye yonke nomama wakhe andazi ne cent yayo. Wabuya kowabo from january holidays, ndamva ethetha e-phonini ne lady elibiza baby, xandindimbuza uba ngubani lowo, wathi andinambeko, he packed his bags wathi usayophola and he left. Zange ndimcenge ndamyeka nje. Uye wabuya April esithi uyasikhumbula kwaye he was wrong to leave us. After ebuyile ndaqaphela ukuthi uyayigada i-phone yakhe, ulala nayo epokothini noba uya e-toilet uhamba nayo. Ngenye imini wayilibala ngemistake, ndajonga i-messages zakhe. All along since December uyajola. He got STD from this woman (ongumfundisi), they exchange sms, vidoes and photos. One of the messages uthi to this woman "ulithambo lamathambo am, zange ndathanda umntu the way endikuthanda ngayo" Ndaye ndacela i-divorce but wandicenga, kodwa bafazi andikwazi tu ukumxolela, ndihlala ndinomsindo, ndimphendula na njani, ndisoloko ndimphoxa ngokujola nokuba undiphathela izifo, and the trust is gone and the love is fadind away day by day. By the way we both born again christians, my spirit is so heavy even sendithandaza but ndiyazama. Apho sasikhonza khona sayeka course wathi yena umfundisi u-sider nam all d time so I have no body to talk too. How do I move on from this?? Its killing anddeppressing me. Enkosi.
Posted on: Mon, 10 Jun 2013 20:21:07 +0000

Trending Topics



Recently Viewed Topics




© 2015