Hello Admin ndonqena nosveza abanye abamntu bakhamisa batshale. - TopicsExpress



          

Hello Admin ndonqena nosveza abanye abamntu bakhamisa batshale. Ndingu Cc osakhulayo Eyona nto indivisa kabuhlungu apha ngumntu ofuna ingcebiso aphinde yena abe ena13,14,15,16,17 ngesjolo sakhe mna andiyithandi tuuu lonto kuphinde kubekho abamntu abathi ukuthandana akuna Age plz guys masingakhuthazi abantwana kwizinto zesjolo @ their age. Linyala ubona umntana othweleyo abe una13 uveske umsizele coz akayazi i way forward kulento azanayo. Apha sikhala ngendidi zezifo zangaphantsi esinazo, nengxaki zamadoda abaleka ukondla nokuphikwa kwabantwana nokushiywa nemhemhe ungabonelwa ntweni kodwa sisa khuthaza umntana kulonto yesjolo, hayini mani khanicinge b4 nithethe. I rate yenani abantwana abaFailayo lalapha eBhayi liyenyuka coz bathe phithi sisjolo. Worse kune Tavern elapha ngasendlini ndikhe ndabuza loButi uyi Bounc(a) pha y egxotha abantwana abangamakwenkwe abana16 kodwa amantombazana ana16 uyawayeka angene Y? Lento ye Rape ayiphinde iphele if thina asakhani. Umntana afune umntana kodwa yena kuqala usondliwa. Enye into umntu ulinganisa umntu onezinto abeyena esokola. Let us unite nd stop this nonsense Plz
Posted on: Sat, 22 Jun 2013 22:02:21 +0000

Trending Topics



Recently Viewed Topics




© 2015