Hide my Id plz! Ndina 28 sebenza kumsebenzi o demandayo kakhulu, - TopicsExpress



          

Hide my Id plz! Ndina 28 sebenza kumsebenzi o demandayo kakhulu, ndandihlala nale bf ina 34 sine 3yrs kunye no bby boy ona 1 bt kunomntu omgcinayo ke yena aphe ndlin, ndizama kangangoko ichance yoba ndibe no bhuti xa esendlin whers ewazumsebenzi wam, kuba wayethandu khalaza athi we dnt spend much time together even noba sendikhona ndiba bussy, naxa ndibuya late ndigqibezela emsebenzin wayekhalaza ndancame ndayeku buya late, ndimane ndiyosebenzele ndlin after wrk so ndazama ubane xesha naye ke. Ngelilanga ndandi bussy nyan wabuya emsebenzin engekho ryt kwayena, wanomsindo xa endibona ndibussy endlin zinto zomsebenzi sekula, wophuli laptop yomsebenzi esithi nzoyeka kwakulomsebenzi, saxabana wandibetha, ndaqokeleli nto zam ndemka kuba ndandingenoyekiswa nguye umsebenzi awgqiba andi dump kuba sasingatshatanga, sohlukana kwakungo June! Ndaye ndamzonda kakhulu entliziywen kuba wandifake ngxakin emsebenzin kuba ndaphuma nento zomsebenzi zinga phumi, kwabuzwa bendiy saphi ilaptop yomsebenzi ingaphumi nje futhi ndingazange ndi reporte. Wafowna ke after eceluxolo ngondimoshela emsebenzin ethi wayenomsindo, kunento yayimphazamisile emsebenzin. Ufuna ubuya ngoku strong andaz noba uthi ndingaphinda ndimjonge njani after wandibetha phambi komntu ohlala nomtwanam, engena xesha lam. Ndi rongo phi na xandingamhoyi ndithi makaphindelapho avela khona kuba sohlukebe ngo June ebesenzani ezinyanga zonke?
Posted on: Wed, 13 Nov 2013 15:03:31 +0000

Trending Topics



Recently Viewed Topics




© 2015