Hide my identity plz, ndililady elina26, bendithandana nomnye - TopicsExpress



          

Hide my identity plz, ndililady elina26, bendithandana nomnye ubhutiza osebenza kwi-department ethile, bendimthanda ngentliziyo yam yonke, we dated almost 4 years, besinomtana unfortunate uyewabhubha ena2 years, ever since that tragedy ubhuti zange aphinde onwabe, kodwa ekuhambeni kwexesha uyewaxola sathandana kumnandi but ndiyendaqaphela akasandithandi njengakuqala. Ngofebruary this year wathuma abantu ekhaya ukuyondicela, i was very happy to notice he want to marry me, aziwe ke amalungiselo kungekho ngxaki, umtshato kugqitywe mawube ngodecember this year. Ndithe ndisajonge leyo ndeva ngabantu ukuba utshatile, ndimbuzile wathi utshate necoleg yakhe ehome affairs and they are happy together mandiphume kuye. I was heartbroken but ndiyendamkela, umama noosisi bakhe bebe very supportive, they dont hide the fact abamfuni lomfazi wakhe. Ndiyendamover on ngobomi, ndivile ukuba akonwabanga emtshatweni. Last month ndibone ngomntu segaleleka esithi mandilahle umntu wam, usandithanda and ubuyile, ndibuzile udivorcile, wathi hayi, ndithe makadivorce kuqala, ndisamthanda but i cant forget into awandenza yona. Ndicela ingcebiso.
Posted on: Sun, 06 Oct 2013 08:29:21 +0000

Trending Topics



Recently Viewed Topics




© 2015