I REPEAT MY SELF: ndandithe kuni not wonke umntu okule friendlist - TopicsExpress



          

I REPEAT MY SELF: ndandithe kuni not wonke umntu okule friendlist yakho yitshomi yamanyani therefor hlukanani nobhala ingxaki zenu kulo fb unabantu abangenalusini some baku invyter nje kuba befuna uba close kuwe bazontathela kamandi bekufutshane,apha bhala ezinto zimandi uhleke kubemandi subanika lento bazoyfuna abo bazozimasa lo fb wakho ungazange ubave be comment no comment.ndimile apho usabele uba awuvanga.. Ndisanithanda futuns
Posted on: Fri, 23 Aug 2013 09:58:09 +0000

Trending Topics



Recently Viewed Topics




© 2015