I greet everyone in Jesus mighty name,, .bantu nantsi into nje - TopicsExpress



          

I greet everyone in Jesus mighty name,, .bantu nantsi into nje ekuseni,ndifumana imessages ku whatsapp ezithi amakhandlela laaa ane sign ye cancer phofu,,yi way of worshiping usathana,,so nje ngoba iprofile picture zethu zinga makhandlela ane ribbon ye cancer sinqula usathana,, hhaibo nkosi yam,,why kuthathwa yonke into kunikwe usathana uzuko,,nale ithi LOL kwathiwa ithi LUCIFER OUR LORD,,hhaibio bazalwane any way in my life andamkeli yonkee into Same umntu ohamba esamkela zonke iziphrofetho,noba kungathwa uzofa ngomso uzothi amen,,kuthwe uzoba nemali ngomso uthi amen kodwa awunayo Ne bank account,uzoba Ne mension but awukathengi Ne samente,, hhai bazalwane ubulumko masibuthandazele,,molweni ngemini yo mama bomthandazo,,
Posted on: Thu, 24 Oct 2013 06:47:50 +0000

Trending Topics



Recently Viewed Topics




© 2015