If ukwi KOMANI DISTRICT under Bishop RN Mfamana hey kuyaculwa apho - TopicsExpress



          

If ukwi KOMANI DISTRICT under Bishop RN Mfamana hey kuyaculwa apho kulo District , whoow yayiyinkwa nenkwa siseLady frere singcwaba khona bancama bathi kum hay bazandifunela umzi pha ndibekubo , ndathi kubo one day mhla ndafumana ipost kwelacala ndakungena ndibaleka , yhooo abantu esingcwabeni babengathi babukele iTV indim nabo ndiyxweye intsimbi yam emagxeni ndivova kamandi #kumandi kwaThixo suka andiyaz kwaSathana
Posted on: Wed, 06 Nov 2013 07:23:40 +0000

Trending Topics



Recently Viewed Topics




© 2015