Insert 23 Ukhubona xa umntu eviwa yintliziyo ube ungafuni - TopicsExpress



          

Insert 23 Ukhubona xa umntu eviwa yintliziyo ube ungafuni ubhuda tu kuye ngase yonkinto ihambe kakuhle, thats how I was feeling about Thando, andiqondi noba ndingathi ndifuna usuza ndisuze tu. I just wanted to appear perfect in his eyes kwaba. My phone rang yabe inguye Right on time I said before ndiyiphendule, Musa engasencume ngathi uvutyiselwe emugini. Ndiye ndaphendula Me: hello Thando: hey baby ndiphandle ke Me: ok cool siyeza Thando: sho We hung up. Sesiko baby na, ndancuma ndedwa kephof. I told uMusa uba uThando uthi uphandle nyani saphuma satixa and left. Sifike sangena emotweni, Thando ebehamba nenye intombi uBukiwe who was sitting at the back. Siye sabulisa, Thando wathi ndingene phambile. Sahamba ke ukuya etown. We got a parking kule yardi igcwele phof. Baye baphuma uMusa noBuki sashiyeka noThando emotweni. I noticed that he was a bit tipsy but Sahlala sincokola. Him: so, you have any boyfriend around here, maybe at school or something Me: nah, obendinaye siye sohlukana Him: oh sorry to hear that, bekutheni Me: he cheated wethu, long story kodwa kwakukudala ngoku, think Ive been single for almost 6 months ngok (ningandibuzi ba ndandixokelani ke pha) Him: so any chance that I can fill up the space, nam ndi single and I like you, a lot Me: well, (Ndatsho ndincumee), if you ask nicely mhlawmbi ndovuma Him: hahaha ok ke Uye waphuma emotweni waza kwelicala bendihleli ngakulo wavula ucango and knelt down on one knee, then he said, make me the happiest man on this planet uvume uba ngumama wakwam Me: giggling, ok He got up and gave me a pack on my cheek watsho singene phakathi. Nyani ndaphuma, he locked the car sahamba. Yabo kemna Ive never been a fan ye clubs, ndidikwa ngumculo ongxolayo nabantu abaninzi abanxilileyo futhi. But it was a little bit of fun. Buki noMusa were hitting it ecaleni kuqhuma zii kisses kuyilonto. Thando nezinye iifriends zakhe nam sasihleli nje bona besela, ndandinazo nee ndawo ezigodolayo nezi zamlayo. Phone yam yayingayeki ukukhala nguSiya kodwa ndiyifake ku silent. Kuye kwabe kuyavalwa ngo 4 kule club, longest 4 hours of my life. Ndlela le ndandidikwe ngayo ndasendiyeke noncuma oku. Siye sahamba ke sayokufika kulo Thando and we all got off phana. Musa being protective of me uye wathi thina siphindela eLodge, noba wayeseyibona le menu uba ayizumsebenzela Thando: haybo bra nihamba njani ngok ndicinga sohlala sonke Musa: nah maan enyinto funeka sivuke early thina kusasa Thando: ok ke sizonikhapha Buki: hay mna Im sleeping over at Musas Saske sajongana noThando nam ndixakiwe. Thando: oh ndim nalo ungu 1 for godola apha. Hayke mandiyolala nihambe nonke Oh kodwa mna ndandingafuni ashiyeke but ke. I gave him a hug sabe siyahamba. Safika ndavula umnyango sangena bangqala eroomini yabo. Ndiye ndayongena kweyam nam and changed into my pjs ndangena ezingubeni. Ndakhe ndafunda iismsz sika Siya, I decided to call him yaske yakhala yodwa, hayke uba ucingba uzophindwa ndim uyaziqhatha. Ndazama ulala yabe ingxolo isitsho kwenye iroom ngathi sebesenzela nam. Yhu yhini uphatheka kakubi. I called uThando yakhala yodwa nayo, mxm. Ndaye Ndazama ulala kodwa behla xasekuthulekile kwenye iroom. Ndivuswe yi phone ekuseni ikhala, it was Anathi (kanene zange ndibuyele kuye the previous day) ndiye ndaphendula Me: nathi Her: awulogqwirha Me: ngoba ngok shlobo sam Her: lento uzodibana nee missed calls zam qha uzixelele uba awuzophendula Me: kuxolo chomi bendidinwe izolo ndilele early futhi Her: mmm, yey lento yakho yongabinaye uFacebook uyaphoswa nguSiya, uyaraka ngathi uzozibulala Me: haybo yintoni ngok Her: khowenze ubeno facebook maan khawleza Me: hahaha mxm ubundi fownelela ukuthi mandenze ufacebook kanti Her: ningamaqaba kanene kwa Civil ndilibele Me: yey ndinomnye umntu kwa Civil sana khode ubuye ndizokubalisela Her: hay rhaa ndi founele tshi Me: ok ke will call u later Her: ok bye Me: sharp Yazi ibingathi ndim ndodwa ongena facebook. Kodwa kwamna andingomntu we social networks kuba no mxit ndandimenzelwe ngu Musa. Ndiye ndacinga uba mandiyothi andenzele ke noFacebook lowo. I got up ndayo nkqonkqoza kula room yakhe, I knocked isdala sento ndade ndazivulela. Ebelele futhi engombathanga, eze, intombi le yabe ingekho ebhedini. Ndiye ndamshukumisa Musa: mmmh Me: vuka Him: ntoni Me: khowenze maan nam ndifuna uFacebook Him: yho Sivu, now? Me: yes now, its urgent Him: yho Ukhe wahlala wazolula waziguqula wazenza Yonkinto afunuzenza yona wade washukuma wahlala ngempundu Me: dont you wanna cover that Him: what, suka yindawoni ongayaziyo wena apha Me: mxm, uyageza kanene Him: ndiyakurhalisela na Me: eh, umbonile mos uThando, yinton endinophinde ndiyirhalele kuwe Him: hahaha eshe Me: uyephi uBuki Him: mxm ebezolandwa lowo noba biyindoda yakhe or something Me: uyinton kanti kooThando, I thought they were cousins Him: hay andiyazi undincede nge nice time qha Me: Heeh buthe awuzutshintsha panty ke Him: hay kodwa andinobuyela pha, indala la way for mna Me: amen. Lonto ithi yala uba ndiye ku Thando kengok Him: bizakutya la chap Me: ngo mna bendithe andfuni Him: uphambene, uyokutya xa ndimkile apha not ngok ndikhona. Uba ulambile uye kulanja yakho uSiya Me: ndagajwa na lento ungatsho uba ndize kuwe Him: awundifuni nje wena, ndakuncama Me: wakhawleza wancama Ndiye ndaphakama ndamshiya ecofa iphone yakhe esithi undenzela lo facebook. Ndifike eroomini ndakhulula and went to take a shower I kept thinking, enoba uMusa wayesafuna sibeyi item kuba oko kwangokuya he never said anything about it. Wagqibela ngokuthi I was using him. And kemna Im that type noba Im into to you ndingasoze ndithethe ndilindele kuwe, but either way I didnt want any relationship with him besides the one we had, ngxaki yam kukundivalela kwakhe ku Thando, abe yena ebusy, hayke wayendincitha ke apho. *ndiyozela kodwa bethuna, kodwa ngenxa ka Aphiwe nzozama upusha*
Posted on: Mon, 15 Sep 2014 20:58:35 +0000

Trending Topics



Recently Viewed Topics




© 2015