#Insert 26 *2 Yoh bendimathile pha ekitchen keh nam ndoyika - TopicsExpress



          

#Insert 26 *2 Yoh bendimathile pha ekitchen keh nam ndoyika nombuza uMusa, ebejongeke okomntu onomsindo n andifun akhuphele umsindo wakhe apha kum hayi ndithe ndisekwezo ncinga ndambona egila istulo on his way out of de house, wen he was on de door wajika wandijonga, he smiled well fake a smile n blew me a kiss.. Musa:: ndiyabuya vha? Me:: yaphi? Musa:: ndisafun ubethwa ngumoya.. Me:: kufuneka sithethe yayazi mos. Musa:: ewe nana just not ngoku vha? Me:: ok just tell me ukuba uyaphi just so I can know.. Musa:: andinakutsho ukuba ndiyaphi kuba nam andazi ndiyaphi.. Me:: owk ndicel uhamba nawe.. Musa:: hayi bby I need some tym alne.. Me:: owk.. ..he went out of de house mna ndabe ndiya eliving room there was no one in der it was l8 ngoku so I went 2 check on de kids, Vuyo n Ntokozo were playing around de toy rum while Owethu n Precious were slpng.. Me:: haibo Vuyokazi kufuneke nihlambe ngoku.. Ntokozo:: yoh ai mama mna ayihlambi.. Me:: eshe u have 2 Ntokozo alk utatenu uzanibetha.. ..ndatsho ndiyovulela amanzi pha kwiTub dey were gng 2 bath 2gther, dey loved it den ndagalela amanzi aWarm in a bby plastic tub ndakhulula de small ones bendizabasula coz it was cold, dey both open their eyes, ndabahlamba ndabanxibisa warm den I warmed up their soft porridge n fed dem xa begqiba ndahamba ndayobabeka ebhedini kaMusa n went 2 take a bath nam, ndakhe ndaRelax(a) pha kwi-Tub de water dd de massaging, I got done n wiped my body ndanxiba igown, ndahlamb iTub den went 2 de bedroom, I applied body lotion, my babies were slpng, ndanxiba ipyjamas zam with de gown, ndathwal iqhiya checked my 4wn, got Musas missed call, I went out of de room, Vuyo n Ntokozo followed, went 2 de dinning rum ndaqond ukuba these 2 were hungry, I called Musa, he picked it up.. Musa:: Buhle! Me:: m I annoying u? Musa:: dnt start! Me:: hayi ndiya- Musa:: dd u call 2 provoke me or wat, u want 2 tell me dat Vuyo n Owethu ar not my kids? Is dat it? Me:: bye! ..I hang up b4 he responded n called Simphiwe, he picked it up.. Phiwe::: yoh u stil hv my tens? Me:: no! Phiwe:: njan? Me:: ndigrand wena? Phiwe:: nam Hlehleza ndiyaphusha.. Me:: owk I just called 2 say halla.. Phiwe:: uphi? Me:: Musas place.. Phiwe:: eh u stil wit him hayi umthanda nyan.. Me:: yeah, I do so wena any g.f? Phiwe:: ah yayazi mos ukuba ndilinde wena! Me:: eshe.. Phiwe:: nyan kanti.. Me:: haibo mna ndithathiwe mos.. Phiwe:: ndiyayazi kanti leyo! Me:: ngoku y would u w8 4 me? Phiwe:: coz I love u n want u 2 b my wife, dd I tell u dat u beautiful b4? Me:: undicenga nton? Phiwe:: yaxoka Ive always told u how beautiful u ar.. Me:: HAha myb xa uphupha.. Phiwe:: mxm ndikulibele kanene wena, heh maan uza nini aph emthatha? Me:: Ive been here 4 like weeks ngoku sendide ndiyahamba.. Phiwe:: haibo, nyan? Me:: yabakholwayo.. Phiwe:: ngoku y khona ndiva? Ai maan can I c u? Me:: I will @ my grandmas place ngomso cme c me.. Phiwe:: cant I c u tonight? Me:: no.. Phiwe:: kuba kutheni? Me:: u remember wat happened de last tym mna nawe si-together? Phiwe:: dat psycho of urs nearly killed me.. Me:: 1 of de reason u cnt c me tonight.. Phiwe:: oh so ngomso he wont kill me or myb it ll erase dat day? Me:: no it wont n bsyd it ll b during de day we can go 2 mall n catch up.. Phiwe:: oh I c.. Me:: yeah, gud night! Phiwe:: sharp ndiyakuthanda.. Me:: sharp.. ..I hang up.. Vuyo:: ndilambile mama.. Me:: uyigqibil iburger yakho? ..we heard someone opening de door went n check, it was Musa, I went bck 2 de living rum.. Vuyo:: tata! Musa:: sana lwam njan? Vuyo:: philile tata wena? Musa:: tat uphilile, Ntokozo njan? Ntokozo:: philile tata.. ..he lift him up, hayi dis kid looked like him.. Musa:: Buhle njan? Me:: ndilambile! Musa:: I got fried chips n fish coz ndiyiqondile eyokuba m de woman in ds relationship.. Me:: yoh hayi.. Musa:: c.rus n nawe yayazi! ..I looked at him he wad stil angry so I ddnt wnna start n argument, I just dish up 4 all of us satya in silence.. Vuyo:: tata uqumbile? Musa:: hayi my bby.. Me:: uvelaphi? Musa:: not now! Me:: wen? Musa:: Buhle I said not now.. ..he stood up n left us there, I looked at him n Tuk de dishes 2 de kitchen.. #STRESSED!!
Posted on: Mon, 14 Jul 2014 23:01:42 +0000

Trending Topics



Recently Viewed Topics




© 2015