Insert #47 Hayke salala kwade kwasa sino Sipho , wavuka - TopicsExpress



          

Insert #47 Hayke salala kwade kwasa sino Sipho , wavuka ekuseni kakhulu u Wawazela ndingamazi noba uqumbile na kuba wayelele enga fumenanga ..wayoze nzela I breakfast . Ndazixelela ndathi hayke u sathana ungene nee mpondo zakhe nakulo wam umzi...ukuqumba kaloku akuyonto ka Wawazela . Kwathi kungeka pheli ne 15 minutes ndambona sele efika ephethe I tray enokutya . He handed me the tray Me : haybo baby ndenze ntoni ngoku ? Sipho : ndikwenzele I breakfast kuba undivimbile Me : yehake caba wenzela ndizive njani kengoku Sipho : ndiya dlala sana lwam , ndifuna ukukuxelela ukuba ndiyakuthanda and ndiyavuya ukuvuka caleni kwakho everyday . Me : haybo baby kodwa (the baby kicked) uyeva kude kushukuma no Wawazela omncinci Sipho : andisoze ndinishiye sthandwa sam ndivinjwa ndi njalo... Me : oh wena kanene uzomane undikhumbuza ngalonto Sipho: funeke uzazi ukuba uyandivimba (smiling) I couldnt believe how sweet Sipho was , he just knew how to make my day . I got up to go prepared his lunch in the kitchen . I went to the bathroom first to brush my teeth. I couldnt hear anything from Athis room so I assumed that she was still asleep . Sipho was done and I was also done with his lunch . He came up to me . Sipho : sthandwa sam kuzofuneka ndihambile ngok Me : enkosi nge breakfast baby Sipho : hey ngu msebenzi wam sana lwam so suba ne worry He held me tight in his arms and kissed me . I was shorter than him so I couldnt see behind him. He let go off me , u Athi wayeme lusizana ethe nqeke intloko yakhe egxeni esibukele . I felt so bad but then again it had to happen . Kubalulekile ukucingela omnye umntu xa usenza izinto ezinomenza angaziva kakuhle ncam xa ephakathi kwakho nomyeni wakho kodwa kuya funeka ukuba ucingele ii feelings zomyeni wakho at the same time , you might not want to loose your husband while you in the process of helping a friend . USipho wahamba ndashiyeka no Athi. Athi :uxolo wethu Sakhu , bendinga qondanga ukuba usekhona u Sipho...lonto leyo ndilele kamnandi kwakho sana Me : hay wethu owenzanga nto I rongo , ndiyavuya ke xa ulele kamnandi ...bendine worry, u Bandile khange aku founele ? Athi: I phone yam bendiyi cimile .... Me : ebe founile ke ku Sipho but wathi u Sipho awukho apha Athi : yoh nindi ncedile ke Sakhu...khome ndiyovula I phone Wahamba wayothatha I phone . Ndamenzela I Coffee . Sahlala phantsi saphunga . Athi : hee hay caba khange alale u bhutwakho ...ezingaka ii messages 20:10 _ No-Athi uqala ukujola ngoku . Uzondazi apho ndi botshwa khona 20:30 _ ungake ulinge ubuyele apha ulale kuloo ndawo ukuyo...ndikuphucule ngoku ubone abangcono ku nam 21:00 _ Athi khawubuye kaloku , ndingayi ntoni ngaphandle kwakho ..ndiyakucela sthandwa sam 21:20 _ Athi kuba late yintoni le undenza yona , amanye amadoda azothini xa enofika ndihleli ndedwa ndibe ndingakwazi noba uphi, khawubuye sthandwa sam ndiyakucela Jolinkomo Zazi ninzi ezi sms but eyokugqibela yayisithi Bendicingba wohlukile kwabanye abafazi kanti uyafana nje nezi chomi zakho Bandile never knew that Athi knew he cheated on her with Nonqaba . Athi : uyandiqhela u Bandile yazi ...ndizokhe ndimbhalele eshushu mna kuqala . Inoba undifanisa nala Nonqaba . Athi messaged Bandile , and the message read : Xa usithi ii chomi zam uxela u Nonqaba andithi ? Ubolile Bandile , ubole namathumbu la angaphakathi esiswini...xa ukwazi ukulala ne chomi yam uphinde ube nesibindi soba uhlale nayo endlini nam phof , andiziva ndi khuselekile xandihleli nawe , bendi ngalalanga ndodeni ke futhi bendilele apha kwa Sipho. Yintoni ude uthi undiphucule ? Ucinguba andina khaya kakade kuba ndinyamezele lo ndize wakho...ndingaku shiya mna ndiphinde ndifumane indoda ndingeka fiki nakwelo khaya . Sucingba ndithe nqa nguwe Bandile . Me : yoh hay u Bandile uyandoyikisa...ingathi ngumntu ono laka . Athi : omazi wena xa enomsindo uvele abe ngathi uzondidla ngama zinyo...iyandixaka mna into ka Bandile, yazi ndandi jola nomnye umfana wandi thatha kuye wanditshata kuba esithi uyandithanda. Ngoku sendizisola nje ukuba ndandi mlahlela ntoni lamfana Me : haybo sisi suthetha kanje , sowutshatile kaloku ngoku subasazisola Athi : utsho nje wena Sakhu kuba ungena idea yalento ndiyithethayo ...oko kwathi kwafika la moto zange ndakufumana ukuphumla kulandlu...u Bandile afike late avuse abantwana azenze onothando kodwa uyaba hlukumeza . Me : yoh , yilonto waba godusayo kengoku ? Athi : ewe ndandi ngakwazi ukuhlala ndine ntliziyo ebuhlungu phambi kwa bantwana bam ...lonto leyo u Thixo ngathi undisingele mna ndedwa . Me : kufuneka uthandazile sisi...ukuba isekhona I chance yoba nonwabe nino myeni wakho uThixo uzoliveza icebo Athi : hay ndaa ncama kudala mna Me : xa usahleli emtshatweni mos lonto ithetha ukuba awukancami ...thandaza sisi ku Thixo, umxelele lento uyifunayo Athi : Enkosi Sakhu. ..lonto leyo ndandimane ndibangu zimuncu nje othetha ku Nonqaba kanti uyandi hleka u Nkabi Me : hay wethu libala ngalonto , yena uyazazi ukuba wenzani...at least ngoku uyayazi inyani..maybe sisiqalo sokulunga komtshato wakho esi...u Thixo kungenzeka ukubonisa I way forward . Athi : hay andiyazi mna ...kodwa ke ndizobona xakusenzeka ..uyambona lo aka phenduli ngoba uyazi ndithetha inyani Me : uzothini kengoku uzo goduka ? Athi : ewe ndizohamba sisi xandi qikelela ukuba uhambile ...andifuni ukufika esendlini lo Bandile Me : oh k ke , masenze ukutya uzotya. Men are the most proudest creatures on earth , they always think about their pride and ego...some men dont even care care who they hurt , as long as it makes them feel more like a man . Saya e kitchen siyokwenza ukutya . I heard a knock on the door ndahamba ndayovula , it was Bandile ...isisu sam savele saxuxuzela ndase ndangathi ndi ngu Athi...ndandi ngasoyiki ngathi uze kum !!!
Posted on: Mon, 28 Jul 2014 09:47:37 +0000

Trending Topics



Recently Viewed Topics




© 2015