Insert 50 (TODAY the 19th OCT, IS MY PERSONAL BIRTHDAY NDIGQIBA - TopicsExpress



          

Insert 50 (TODAY the 19th OCT, IS MY PERSONAL BIRTHDAY NDIGQIBA IMINYAKA EMINJE :)) (Cont..insert 49)...LETTER...ndiye ndanesithukuthezi kuhlala ndindodwa njengaye wonke umntu oyindoda ndamane ndidlala noChichi oyintombazana yase next door. She became a part of my life ndamqhela kwaphela kubakho iziqhamo zomdlalo ngoku ndinyanzelekile ndimtshate kuba shes carrying my baby and i fell inlove with her. I dnt regret nenye into eyenzekileyo betweemn umna noChichi kuba yenzeke out of love. Ow ndilibele ukuxelela im graduating next yr ndafika apha ndafunda with isupport ka Mr and Mrs Lee(abazali bam balapha). Awusoze uyikholwe ke le yoba bafuna utshintsha ifani yam ibe yile yabo, kodwa andivumanga bayihlonipha idecision yam. After kuzelwe umntwana wam noChichi zizohlala eUK kulapho ndizophangela khona. Iv been applying abroad, luckily ndafumana umsebenzi kwathiwa ndizoqala in 6mths so ndishiyekelwe yi 4mnths ndilapha eChina. Il be writing u again soon ndinikele uMr Lee xa eya eJoburg aphinde andiposele. Izothatha ixesha elide uba ndiyipose straight from apha. I love u Luxolo bhuti wam please give my love naku ntondo wasekhaya, umninawa wam. Here is my facebook account name (SAKHI LEE CHAN SA) my pics and everything is there. Give my love to Senzi umakoti wasekhaya. Undixolisele kuye ngokungakwazi umlinda...... With love (SAKHI). Njengba eyifunda leleta uLux bezisihla iinyembezi naye ekhala afixize aphinde aqhubeke. Bendingayikholwa tuu le yale letter nezinto zibhalwe apha kodwa ndaphinda ndadibanisa le yase China nala call ndandiyifumene. ULux ebenxubile engekho right tuu, kuye kwathuleka emotweni for ixeshana esdaleni wadanduluka uLux. Lux...im sorry Senzi ngo Sakhi, i know indlela ubumthanda ngayo nobumxabise ngayo. U have to let go now. Me...(ndisula inyembezi), im glad hes happy. Ekugqibeleni hes alive and happy thats what matters. Lux... About le yoba sitshate, ungayihoyi I know Doc uzokuphatha oluhlobo bendizakuphatha ngalo. U know how i feel about u Senzi and uSakhi unyansile wandi overtaker ndimxelela uba ndiyakuthanda wathi ndimdala for wena ndizakoyikisa. I decided to back off. Now ndiyazisola akwabe ndandingammamelanga. Kodwa ke andizisoli kakhulu maybe ngendingazange ndikonwabise ngokupheleleyo. Senzi, i wont lie ndithi kuwe uthando lwam for wena luphelile, lusekhona and luzathatha ixesha ukuhla. Kodwa ndenziwa kukuhlonipha nokubeka ineeds zakho phambili ngoba ndikunikele kuDoc. Kwaye ndikunikela ngentliziyo yam yonke kuba ndiyaz uzakonwaba. I will some day find my own princess. Okwangoku ndicinga ngo relocater to Pretoria, ndiyamane ndi apply(a) kwi posts eziphumayo pha. Nangoku ndine interview nge 10th ka January. Undithandazise ndiyfumane. Me...hmm bendingayaz uba ucinga ngomka Eastern Cape. Lux ndiyakuthanda nam, uyayaz lonto but i love Doc more than wena that is why ndimtshata. We hav a connection no Doc. Andisoze ndakulahla Lux uzohlala uspecial kum noba kungenzekani. Utshata kwam noDoc ayizuthetha lonto uba asiphindi sihlobane. Undilwele amadabi several times how can i forget that. Lux, u will find umntu ozamthanda umthande more than u hav ever loved anyone and uzokonwaba. Lux...uthando is the last thing on my mind right now, ndifuna uhamba apha enye nenye izovela sendise PTA. Me...i will miss u! Lux...i know, coz il miss u too. (we shared a warm hug). Lemme check lentwana kufacebook before ndilibale. Lux ukhuphe ifone yakhe wabhala lamagama ebewanikwa nguSakhi wa seacha ku facebook. Sajonga njengba iseach(a) nje lonto yangath iyacotha. Yade yangena yamfumana. Kwi profile pic bekukho icouple endala umama notata. Sangena saya straight kwi photos. We were both suprised to see him. Ibingu Sakhi nyhani with a Chinese beautiful girl in most picture. Ndiye ndavuseleleka ndaziva ndimkhumbula. Intliziyo yam yavele yabuhlungu kuba lomntu ndimbonayo ngumntu wokuqala undibonisa uthando. Njeba sibuka ezi pictures uLux ebendibona uba andikho right tuu wasondeza intloko yam egxeni lakhe wolula isandla sakhe sase left wasijikelisa egxeni lam lase left. Lux...stop crying Senzi, hes happy. Jus pray for his happines to last forever. Me....ndikhala kuba ndonwabile 2 see him esaphila. Bendingakholwa zeza calls, i thought mayb it was a setup. Wow uSakhi! Lux...intwana yam Madoda! (wavele wasitsho isiqhazolo uLux, ndisajonge leyo kwalandela iinyembezi) Me...haybo Lux wenzekani? Lux...ndiyamkhumbula Senzi, ndiyamkhumbula umninawa wam. I love him, i want to see him (enesingquku). Me...(Ndimthuthuzela), u will see him Lux. Ubonile nje uright wonwabile sumkhalela kaloku, uzamenza intliziyo ebhlungu naye......bendingaziva noba ndithini kodwa ubona indoda endala igixa bekungemnandanga. Bendisithi ndimsula inyembezi zibe ziphuma. Ndiba ngamthuthuzela uyakhala ndaxakwa. Esdaleni wade wathula wathatha itissue wafinya yangath ubhetele. We hugged ndamphulula apha emqolo uba abe better wandiqinisa. Ingebhlungu intliziyo yam....sayeka ihug. Ndathi makagoduke sobonana ngomso... wemka!
Posted on: Sun, 19 Oct 2014 01:20:19 +0000

Trending Topics



Recently Viewed Topics




© 2015