Insert 6 We started cooking supper no Dabs,then kwafika - TopicsExpress



          

Insert 6 We started cooking supper no Dabs,then kwafika uNono. Nono:Molweni,yhu awumdala ntombi(hugs and gives me a peck on the lips) Me:Molo Dabs Nono:U right? Me:E.e,wena? Nono:Ndi right nam. Wapakisha ii bags zakhe,Dabs omdala dished up satya gqiba sabukela i t.v.My cellphone rang,kanti ngu Afikile ndayijonga nje yade yayeka ndayifaka ku silent gqiba kwam. Khange athi akadibani nabantu aba chilidish na yena?what does she want from me kengoku. I put on my pyjamas the ndayolala. Woke up the following morning,took a bath ndanxiba uNono wabe sele endenzele i cornflakes. Nono:Here is your cereal. Me:Thank you. Heee uqubaze iswekile lomntu andiyifaki ke mna kwi cornflakes. Uyaphapha futhi ngoba khange ndimcele ukuba andenzele,if ebefuna nyani ngendbuzil whether I like them with sugar or not. I ate ndikhonyuluka ndinjalo because andiyithandi into e sweet kakhulu.Ndazihlohla ke ndade ndagqiba ndimbi aphebusweni. Dabawo omdala wavuka wahlamba naye watya.I washed the dishes ndicinga iingxaki zam. Dabawo:What are we gonna do today? Nono:Masise u Yanela elwandle,then siye e Green point/Nelson Mandela Gateway to Robben Island. I swept gqiba sahambani,saya elwandle and took some pics nge camera ka Dabawo then we went to Nelson Mandela Gateway to Robben Island.We met Rebecca Malope there shooting then Nono and I took a photo with her,two photos in fact.We went shopping and Dabawo bought me clothes kwagcwala i sport bag,we went for ice cream but I wanted i milkshake mna n I got it.We bought fish and chips for supper and went home.Fika kwethu endlini I went to call my dad,it rang then he answered. Tata:Mafungwashe wam. He calls me that whenever we are happy and I always smile but uxokile this time,hearing his voice made tears rush down my cheeks. Me:What kind of a father are you? Tata:Yaya mntanam uyakhala?wenziweni ngubani mntanam? Me:Tata how could you?njani maan? Tata:Njani ngantoni Yaya?youre not making any sense. Me:Why didnt you invite me to your wedding?when were you planning to tell me ukuba utshatile tata hee? Tata:Uyivephi lonto? Me:Yoh uyenza nde lento,answer the damn question. Tata:Ndingu yihlo Yanela,ndiyakuzala you dont talk to me nakanjani na. Me:Oh?ungutata?umafikizolo ka tata?uzaze nini ukuba ungutata?I was fatherless for 8 years.Iminyaka emingaka? Tata:Uveni mntanam?Bendizakuxelela Yaya but at the right time. Me:Right time and when exactly was the right going to arrive.Yazi tata ubomi bam bebumnandi ngoku ubungekho,youre complicating my life right now. Tata:Yanela ufunani kum hee?Ndikwenzela yonke into,yintoni le ndingakwenzeli yona? Me:Youre shouting me?mna tata?zingaka izinto ongazenziyo ndizicelile. Tata:Ndiyatsho xa ndingazukwazi ukuyenza into Yanela kuwe. Me:Uxokelani tata?wena you cant tell me when youre not able to do something for me instead you switch off your cellphone,kunge njalo ungaphenduli kwalo phone and disappear on me for months uthi gqi making up stories. Tata:Ngumamakho lowa Yaya,you have to accept her. Accept her?uyanya lo rha ndidinga oomama kakade lento ndizohamba ndimamaza nakubani na?hayi uba akatshayanga uzazi yedwa. Me:I have to?heee yazi you amuse me,you really amuse me.Ill never accept any woman as my mother esaphila umama. Tata:Ufuna ndithini Yanela? Me:You are wrong for not telling me,for giving me false hope,for letting me pray for the impossible,for letting me think that one daye wed become a family and for that Ill never accept your wife.NEVER Tata:What about your brother? Me:What brother? Tata:u Uminathi,ngumntana wam naye Yaya and I love both of you. Heee last time I checked I was his only kid,her princess now thats all gone? Me:When youre with me awuzothetha ngabo at all. Tata:At some point you will have to accept them. Me:Soze,umama wam mnye nguNtombikayise and as for the so called brother of mine makaye kwa hell. Tata:Dont you want to meet them? Me:Yhe tata andibafuni,I hate them. Tata:Bakwenzeni mntanam lento uzode ubacaphukele? Me:They took you away from me,they ruined our chance of being a family. Bendikhala ngoku ndithetha zonke ezi zinto,I felt so unwanted.Mhlawumbi ndikhweletela umama?hayi rha I dont care I want my father to be mine alone,now Ill be sharing him with his wife and son.He wont love me like he used to,vele fathers value their sons more than their daughters. Me:Lilonke awuzoxolisa tata? Tata:For what?moving on?kwaqala umamakho Yaya nam Im finishing what she started.Just accept the fact that we are not together,she is happy where she is n I am happily married. Me:Wow,awuziboni burongo?hayi soze wazibona. I ended the call because its pointless talking to somebody who has already made up his mind.Ngase kuphele kwalo mtshatwana webhongo,he is happily married?mxm unye ngqo ndimfuna with me and my mom mna and if ucinguba ndizokwamkela umfazi wakhe utswebamanzi apha kum? Rha damn it,ndiyazibona ndihamba ndisithi mama edlamazimbha umama,N0. Hatred towards his wife and son is what I felt at that moment.Ndawuze ndibamkele???
Posted on: Sat, 13 Dec 2014 11:46:50 +0000

Trending Topics



Recently Viewed Topics




© 2015