Insert #77 Me: haike mama andizukunqanda ndithi sukumxelela - TopicsExpress



          

Insert #77 Me: haike mama andizukunqanda ndithi sukumxelela utata.. If you feel like telling him. Go ahead and tell him.. I wont stop you Mum: ndifuna ayazi utata wakho ukuba kuqhubeka ntoni ngawe Amahle.. Angothuki usokukhulelwa Me: mxelele ke Him: sapha iphone yakho ndizokumfownela coz andina airtime mna Me: andinayo nje nam mama Her: bekutheni uzuthandane nomntu omdala kangaka Amahle?.. Wenzani phi lomntu wakho? Me: andazi kemama.. Kodwa ndiyamthanda yena Mum: usebenzaphi lomntu wakho ungathi kanti uthandana notsotsi heeh haikengok umama. Me: his a teacher Mum: are you sure ukuba yititshala nyani? Kungathi kanti uyakuqhatha lomntu Me: ewe mama.. Ndiqinisekile she kept quiet. I sent Lwandile an sms ndamxelela ukuba i told my mum about him. He replied esithi ndiyamqhatha ndamyeka ke. Days passed by, i started preparing for supplementary exams. Besendiyekile ukucinga ngento yepregnancy ndihoye iincwadi zam. Besendiqalile nakwi finishing school, izinto zihamba kakuhle. Utata yena ebengandazi nokuba ndenzani phi, ukuze ayazi uyewaxelelwa ngumama. Khange ndimbuze umama nangokuba uyewamxelela nah utata about into yam noLwandile, kodwa ngendlela ebendibona ngayo ebengamxelelanga. Bendibane ndisiya ukuyombona uLwandile qha bendingade ndilale. Bendimbona nje emini ndiphinde ndigoduke emalanga.... Ebendicelele nakwenye ifriend yakhe ukuba indincedise kwezisubjects ndizokuzibhala yavuma so bendiphuma eskolweni ndileqe iafternoon lessons zam kwaLwandile. It was on a Friday afternoon ndabe ndikwaLwandile, ibiseyihambile nefriend kaLwandile. Ndiyendonqena ukugoduka ndabe ndisozela nokozela so i decided to sleep over. I sent mum an sms ndimxelela ukuba andizubuya ndizokulala. She replied ngethi okay after few minutes wandifownela. Me: hello Mum: uzolala apho ngoku? Me: ewe mama.. Ndicela ukulala apha tana Mum: kutsho wena phof okanye unyanzelwa yile boyfriend yakho? Me: kutsho mna mama... Lwandile would never do that Mum: awundihloniphanga kodwa Amahle.. Kutheni wazokulala endodeni kodwa awutshatanga nayo? Me: ingxaki mama ndizokuqalisa ukubhala nextweek so ilessons zam kufuneke zitsale Mum: kutheni engezi apha yena lomntu ukufundisayo? Me: izombetha kwipetrol lonto mama... Koloku mama andimbhatali lomntu ngok izovele ibeyenyinto xandizokumzulisa ngepetrol yakhe Mum: uLwandile yena kutheni angamzisi aphinde azomlanda? Me: mama yenye into kwaleyo Mum: awutshatanga nalomntu Amahle so akufunekanga ulale apho.. Senizenza indoda nomfazi ngoku Me: ndiyayazi mama lonto kodwa ayizuphinda yenzeke.. Ndilala apha kuba ndilungiselela ukubhala Mum: ey.. Khawunike loLwandile iphone khendithethe naye i looked at Lwandile. Me: umama ufuna ukuthetha nawe uyewothuka. Him: iyhuu he then shook his head ndaphathwa yintsini. Heeh uligwala kanti uLwandile ngok bendimthembe kangaka. I gave him the phone wayijonga nje akayithatha. Me: Lwandile thatha marn Him: mxelele ukuba ndizokumfownela ngephone yam i told mum lento ndiyixelelwa nguLwandile. Mum: ill be waiting for his call... Andifownele ngoku not ngomso she then dropped the phone. Lwandile: ufunani ngok umama wakho kum? i shrugged. Me: mfownele ndiyakucela Lwandile: ill do that tomorrow i laughed. Me: ngewuthetha naye ngok before aye epolice station he laughed. He took out his phone and gave it to me. I saved mums number then ndamnika. He called mum bancokola kakuhle, i thought mum was going to shout at him waske wandiphoxa wathetha naye kakuhle. He then dropped the phone and he sighed. I laughed at him. Me: what did she say? Him: suthanda iindaba Me: uyandisitha ngok he came towards me and i moved back. Him: ungade uqumbe ntombi he told me yonke lento bebeyincokola nomama. Uthi umama uyewathi ebefuna nje ukuncokola naye coz ungumzali wam and she has to be worried so uthi uyavuya ede wancokola naye and that azandiphathe kakuhle and bluh bluh bluh. Ndiyendapheka ndaphaka satya then we went to the bathroom sayohlamba sabuyela back in his room. We layed in bed and we cuddled. Him: i cant believe that youre carring my first born i rolled my eyes. Me: mhh he turned me over ndalala ngomqolo and he brushed my tummy and then he kissed it. Him: ingaske abeyinkwenkwe yaz i rolled my eyes. Him: ufane wadikwa he sat on top of me. Me: uyasinda ketana yaz he got off. Him: ndiyanithanda Amahle Me: mna nabani? Him: wena noBoy Me: ngubani lowo ngok? he brushed my tummy. Me: oh.. I see Him: kofuneke siye kwiscan Me: when? Him: tomorrow Me: masiye next week tana Him: why? Me: haike! Him: ok he pulled me towards him and we faced each other. He moved his lips towards mine and we kissed, we kissed for a very long time. He then broke the kiss. Him: when will you marry me? Me: when you ask me to he smiled then kissed me. Oh please dont ask me to marry you... Not now.
Posted on: Sat, 27 Sep 2014 18:56:52 +0000

Trending Topics



Recently Viewed Topics




© 2015