°°•Insert 9•°° We didnt go to school that day,so we - TopicsExpress



          

°°•Insert 9•°° We didnt go to school that day,so we searched our aunt until we were fed up Me: lets go back home uncle cause shes nowhere to be found Him: lets search for the last time mntanam if we dont find her then we will go back home Me: okay then Ase: aisuka ndidikwe yiyo yonke kemna lemfitshi-mfitshi siyenza apha kuba senza uUp and Down nje wento engekhoyo,hayi ndiyagoduka mna! Uncle: yimfitshi-mfitshi Asemahle le siyenzayo okanye sikhangela umalumekazi wakho hhe? Ase: yimfitshi-mfitshi kuba aside simfumane nje malume! She got off the car then went straight home,we looked everywhere but we didnt find her,so we decided to go home,we got home and we chilled in the lounge after a few minutes we had some noise coming outside the and we went out it was aunt Phumzile and she was hella drunk Her: Yintoni nandijonga ngamehlo ane gravy niyaqala ubona umntu onxilileyo ngam huh? Uncle: Phumzile! Yintoni le uyibonisa abantwana,uthi mabafunde ntoni kuwe huh? Her: NYUMZILE!NYUMZILE! Jonga ke baba singekathethi kakhulu wabaxelela ababatshana bakho bebhongo ukuba ungutata wonye apha kubo hhe? if so nam nje ndingabaxelela ayongxaki leyo,wabe undifundekela ngeqetse lokunxila kwaye nezizitunxa zimazi ngqo umntu onxilileyo sukani ukundiqabela entloko kemna nivile!? Uncle: Phumzile cela singene endlini sizothetha nje ngabantu abadala mfazi wam Her: He he he uyabona kaloku ukuba ndizokhupha amabibi akho hayi ke myeni wam utsho phantsi isitya sigcwele andizongena kwandlini kemna kwaye le Ndlovukazi indim uzoyazi ukuba ibhinqe ngantoni. . .khawuyeke ke ndixelele abatshana bakho into ekumelukuba bayazi kwakudala wena ke nompikico wesindwebi sento esingu Yonela! Hehehe uyamazi ukuba uyihlo wakho ayinguye lo waswelekayo huh? Oyena yihlo wakho ngulo malume wakho ndini! Me: mxm uthetha ezokunxila kewena akho kwale uyithethayo Uncle: unyanisile Yonela akho kwale ithethwa ngulomfazi Ase: ungakhe ulinge uzonxilela kumzi ka mama no tata sogqiba uthetha into engekhoyo kelapha malumekazi usixolele thina! After Asemahle spoke uncle Malwande took Sbulele and Aphelele inside the house then he came back to us outside Him: ye Phumzile linyala lini eli ulixelela abantwana,qoqosha onke amaniki-niki akho kulomzi uhambapha! Aunt Phumzile: rhaaa! Ucingba ndithetha into zomqala wam,ulibele ngoku utata wabantwana wayengaphaya eGoli you had an affair no mama waba ntwana ulibele?ngo 1998 wamithisa uNosimphiwe(my mom) uthi lomntwana ngomphi hhe? NguAphelele no Sbulele okanye uAsemahle? My uncle looked down with a disappointed look Me: kanye-kanye kwenzeka ntoni apha?malume yinyani le ithethwa ngu Phumzile? Him: *sighs* uhhm Yonela lets get inside the house so that we can talk calmly Me: thetha malume ndifunukwazi inyaniso Ase: Yonela mntase masingeneni endlini uyeke ubanephike Aunt Phumzile: Yey! Nina akuzungenwa ndlini apha lo makathethe elinyala walenzayo,utheni ngoku unentloni? Kuba kaloku wayengazi ukuba lizovela? Hayi ke myeni wam kwelihlabathi siphila kulo akukho mfihlelo kwaye akukho mntu unesifuba,thetha abantwana bamamele! Uncle Mawande left us while we were standing there and went to his car then went off without telling us where he was going Me: zange ndaxakwa ingabe yinyani le okanye bubuxoki?! Ase: sube uzihlupha ngalento bubuxoki bodwa obu Phumzile: jongani niyambona uvukwe bubugwala bakhe kunzima nothetha inyani kwee linyoro-nyoro lendoda eli! Me: Bawo thethela sendixakiwe kemna,i wonder if what ive just heard is it true nor false?!
Posted on: Tue, 23 Dec 2014 04:36:22 +0000

Trending Topics



After getting my new place.. I decided a victory hike with a few

Recently Viewed Topics




© 2015