Khandifakele apha undifihle ndiyabona abantu kukho nje into - TopicsExpress



          

Khandifakele apha undifihle ndiyabona abantu kukho nje into abangayaziyo ukuba umntu nomntu unalo ubambo lwakhe and ke ukuba ubungayazi kunyanzelekile sidibene nechallengez zalapha emhlabeni b4 uphumelele so mna ndithi umntu ukuba akakuthandi ke soze akuthande try(a) next door uzakumfumana futhi ungakholelwa ukuba nguye lona like nam ndandincamile ndijola nje now am happy with my man so SANGOMA asiyosolution bantu #utsho xa ufakile# #BEYLA
Posted on: Thu, 07 Aug 2014 05:42:43 +0000

Trending Topics



Recently Viewed Topics




© 2015