Kungo Musa – Chapter 20 Ziye zaqengqeleka iinyanga, ne- - TopicsExpress



          

Kungo Musa – Chapter 20 Ziye zaqengqeleka iinyanga, ne- results ze HIV bezi right so we started sleeping without I-condom no Sizwe. Kunyaniswe xa kusithiwa umntu yinkosi ukuzazi, at first I was only 100% about my own faithfulness, bendisoyika not kancinci! the thought nje yokuba i-safety yempilo yam ibisezandleni zika Sizwe ibindothusa , kulamadoda ageza kangaka Nkosi yam.Ibimhlupha ke lento yokungamthembi umyeni wam. Me: Sizwe please ndiyakucela uziphathe kakuhle,we will be having children soon, andifuni ukushiya abantwana bam bezinkedama, ngenxa kaGawulayo, I told you my parents died prematurely because of my fathers shaganians life style . If you decide ukwenza ukusa, please unxibe ibhatyi, just to protect me if wena u-ready ukubuyela kuYesu. Sizwe: Hayike ngoku baby, this is an insult, when am I going to have time to cheat? when I am so busy loving you ? Give me some credit Zuko I have build a reputable rapo in the last months. More over I value my life as well. He said that with such aunthecity and conviction. Ndayiyeka apho. Emva kwee nyanga I didnt even noticed ukuthi Im pregnant until I was 3 months pregnant. Nakhona ndibonwa nguMakazi, Emlazi. We were attending a wedding noSizwe, Emlazi, bendihleli NooMakazi while USizwe yena ebehleli with my male cousins and brothers. Makazi:hee mfazindini wamatshawe uyayibona kodwa lendlela utya ngayo? Uyazibona phofu uyakhukhumala? Zingaphi iinyanga? Me: Haibo Makazi, kanti uthetha ngantoni? Iinyanga zantoni? Makazi: Sisimanga, uthethba akuziboni ukuthi unzima ? Kanti who is suppose to know your body xa wena ungawazi umzimba wakho? I looked at my body, ndazijonga jonga, ndizibhenca, abandihleka maan Kaloku mna I thought I had just gained weight.Even though bendibona okokuba ndi-gaine endaweni eziwrongo. I was not panicking. Me: ha ha ha Makazi, umna bendicingba ndityetyiswa lulonwabo lwase mendweni. Makazi: Kuzakufuneka uyotesta kaloku mntwanam, so that you can start your Gyno visits. Wazi nenyanga zakho. The thought of being pregnant was just to wonderful, I smiled yhoo, ukuthi when Jesus says Yes, nobody can say No. Who would have thought ukuthi nam Ill have a normal life after my ordeal with I-rape and attempted rapes. I didnt tell USizwe kodwa about my conversation with Makazi. I wanted to supprise him. When we arrived eGoli, I went to the Gyno for a pregrancy test . It was confirmed, that I was 3 months pregnant. I was over the moon. One morning, When I was preparing Sizwes lunch box, Ndiye ndafaka i-ultrasound scan. I knew ixesha lakhe le-lunch was around 12, so ebezoyibona around that time. So Around 10 am ndiyendamthumela I-SMS, that only says 3 months..... He phoned imeediately. He was clueless Shem ukuba ndithetha ngantoni. Sizwe: whats up with you noo 3 months? Me: Mute, I am not telling baby 1 hour late, ndiye ndamthumela an email that with only these Count Down 6 months I thought at least with the email, he will add up, but hayi sana bekumnyama kuye. Sizwe was getting frustrated,as he was not getting it,He phoned, Sizwe: This is not fair Love. Uthini Sthandwa sam kanye kanye? Me: Dont stress Baby, in an hours time, youll figure it out, I was referring to his lunch time Sizwe: How ? Ngoba 12 is my lunch break, are you coming over ? Me: Patieeeent Love , Patieeeeent He laughed....Washaya u12, I was waiting in anticipation for his call, ndicingela okokuba sesibonile noko I-scan. Washaya u-1 no phone call from USizwe, no Email. Ibingathi ziyandishiya okokoko ndijamelene nephone yam. Around 1:30, He phoned, besendingenamdla Sizwe: Love , how is your day so far Me: Fine, bendipholelwe Sizwe: kutheni umoya wakho uphantsi u-right Me:Im fine Baby, waske wandihleka umntu Sizwe: baby i just wanted to let you know that I wont be available on my landline and Email, Ndizo attender a meeting until nditshayise vha Me:Ok Love We hung up, just like that, bendidane ndimanzi toxo
Posted on: Tue, 28 Oct 2014 19:12:04 +0000

Trending Topics



Recently Viewed Topics




© 2015