Logic, Junior, Funky, Chris nawe Fundi, ndiyabulela - TopicsExpress



          

Logic, Junior, Funky, Chris nawe Fundi, ndiyabulela ngokusebenzisana kwethu kulomzi, kwaye nomsebenzi wenu yancomeka kakhulu. Im sorry to say this but I think now its time that khesiphe abany abantu chance bavule ezabo pages, babenoshaya abadume ngazo, nathi khesibe pha ezitulweni ngemva. Ndilusizi ke ukunazisa nani baxhasi abakhulu beliphepha ukuba ngo-22h00 namhlanje siyayichitha itente (deleting the page), izizathu zininzi, kodwa azinoba savezwa. Bekumnandi ukuba nani. Ai thentyu ol
Posted on: Tue, 04 Nov 2014 18:31:53 +0000

Trending Topics



Recently Viewed Topics




© 2015