Madoda Magalili,Maqabane,Magenge,Majita singaygqibi imali - TopicsExpress



          

Madoda Magalili,Maqabane,Magenge,Majita singaygqibi imali kunabatwana abangazange bayonwabela iChristmas but atleast xa umntwana athe wazfumana impahla zeskolo noko soze asole mntu,so iCampains ekuqaleni konyaka singazilibali noko kla mali ye Johnny Walker Black,Skyy Vodka etc uNodolazana namagusha angapuma noba ziBata Toughees so mastyeni sibeka bonke abantwana base Mzansi ngabethu ziFuture Leaders zangomso noko kudala sasela and abukazophela tu.
Posted on: Thu, 25 Dec 2014 06:25:43 +0000

Trending Topics



Recently Viewed Topics




© 2015